I-UNJANI CLINIC NGOKU IFIKILE E-BLOEKOMBOS
Ngu:Ntsikelelo Jonga
Kungoku nje ifikile i-Unjani Clinic esebenza kodwa ke yona njengeclinic yabucala, nalapho iza kuhlangabezana neezidingo zempilo ingakumbi kubantu abadinga uncedo olukhawuleziyo kuba bengenako ukulinda kwiclinic kaRhulumente ngenxa yeemeko zeempangelo zabo okanye ukuxakeka kwabo. Kuninzi abakuchaze ukuba bayakwenza kwiclinic le.


