Community

IZIBAZANA!

Ng:Ntsikelelo Jonga

Lo, nguMama uMagibisela nobelizibazana likanyana wakhe uSaneliso. Simbona apha ngethuba lwemini yolwamkelo lukanyana wakhe, lwamkelo olo obeluququzelelwe libandla abakhonza kulo eliyi “Back To Life”nalapho nenkqubo yolwamkelo ibiyenziwe ngenkqubo yenkonzo.