Intatheli: Ntsikelelo Jonga
Mqanduli Upper Ngqwara – UJaji uzalelwe eLusikisiki kwilali yaseNgobozana watshatela eMqanduli Upper Ngqwara kwaZuma emaXesibeni.
Unabantwana abali-9, (Ziintombi ezisi-8 nomfana omnye), abazukulwana bangama-32, isizukulwana sona singama-21.