EducationImbokodo MagazineLocalNews

Iimbokodo ezixelenga esikolweni

Intatheli: Ntsikelelo Jonga

Kraaifontein – Apha sibona iimbokodo ezixelenga kwisikolo i-Ekuthuleni Primary School esiseBloekombos zinxibe ii’aprons’ ezenziwe kwayenye imbokodo enguLebo Lebza Kgonyane (Lebza FK Designs & Events). 

Sizibona apha ezimbokodo zimi kunye noNqununu waso isikolo esi uMnu Batyi. ULebza uthungela izikolo ii-uniforms kwaye kungoku nje uzakufundisa  abantu ukuthunga. Usebenzela eUluntu Plaza Phase 3 phambi kweBloekombos Taxi Rank.