LocalNewsSocial Development

Ziyaphelelwa izazisi ezizincwadi

16 EyoMqungu 2025 – 29 EyoMqungu 2025 

Monwabisi Khininda

Isebe leZekhaya (Home Affairs) likhuthaza abemi belizwe loMzantsi Afrika ukuba bafudukele kwizazisi eziluhlobo lweSmart Card njengoko zineempawu zokhuseleko. Eli sebe lithi oku zinzame zokunciphisa umngcipheko worwaphilizo, ubuqhophololo kunye nobusela bezazisi.

USekela Mphathiswa wesebe uNjabulo Nzuza uthi inkqubo yamakhadi yaqala ngo-2013 kuba izazisi ezingamakhadi zikhuselekile xa kuthelekiswa nezo zizincwadi. Eli sebe lithi kungentsuku zatywala liqikelela ukuba kungayekwa okanye kuthiwe xha ukusetyenziswa kwezazisi eziluhlobo lweencwadi ngaphambi kokuphela kwalonyaka ka-2025.

Â