Uncategorized

Abomnkela isibonelelo sika SASSA bayalunyukiswa ngokutshintsha lamakhadi kuba isibonelelo sisezakungena nango Disemba sitshilo isithethi sakwa Post Bank umnumzana Bongani Dyako.