AMampondo abhulile egqireni ngokukhulelwa kosana olune 18 yeminyaka
Ibonakala ide yaneziphumo intlungu ebeyambethe aMampondo ase Ntshona nalapho kuthe kwakhulelwa intwazana eneminyaka eyi 18 nebisandula kubuya kwi siko lendoni.
Read MoreIbonakala ide yaneziphumo intlungu ebeyambethe aMampondo ase Ntshona nalapho kuthe kwakhulelwa intwazana eneminyaka eyi 18 nebisandula kubuya kwi siko lendoni.
Read MoreAbazali belali yaseMabheleni, eZimbane eMthatha bayaqhuba nephulo lokuqinisa ukusetyenziswa kweNkciyo ukukhuthaza amantombazana aselula ukuba angakhulelwa,angangeni kwiziyobisi kwaye aqiniseke ngemfundo.
Read MoreIsikolo solwaluko sivulwe ngokusesikweni nguMphathiswa wezeNkcubeko, uZizi Kodwa kuCentane kwiveki ephelileyo ngoLwesihlanu.
Read MoreBebeyigxeka, beyigxibha beyijikijela ngezithuko iKumkani yabaThembu besithi liwexu-wexu, ukhwel’ecingweni webhetyebhetye lendoda engenamqolo.
Read MoreUbuKumkani besizwe sabaThembu buphendule kwizigxeko zabantu kulandela ukubonakala kweKumkani yesizwe sabaThembu uKumkani Buyelekhaya Zwelibanzi Dalindyebo kumsitho we-ANC eNgcobo ngoLwesihlanu.
Read MoreINkulumbuso yephondo leMpuma Kapa uOscar Mabuyane ubalule waphawula igalelo leeNkosi ngendima yazo kuphuhliso loluntu.
Read MoreUThandeka ‘Nkqo’ Vabaza oyimbongi nemvumi ukwiphulo lokuphuhlisa izakhono kwiimbongi ezikhulayo.
Read More08 kuTshazimpuzi (Apr) 2024 – Monwabisi Khininda Iphondo le Mpuma Kapa linike uKumkani Zwelibanzi Dalindyebo umnyonyovu wesithuthi wohlobo lweMitsubishi Pajero
Read MoreAbafana bee lokishi zase Kapa nabaziwa kakhulu ngokulwisana nempatho gadala koo mama (GBV) bekwakumbutho iSISONKE bakhala ngelokuba abade bafumane nkxaso kwi phulo nesicela sabo sokuba kuyiswe isiko le Ndoni.
Read MoreUmculi wokholo oyimbalasane nowazakhela udumo ngengoma ethi ‘Ngena Nowa’, uBethusile ‘Nduna’ uqaqambise igama loMzantsi Afrika kumazwe aphesheya kwelwandle.
Read More