INkosi igwetywe ubomi kwelokubulala
UNkosi Masibonge Magodla (35) welali yakuMagodla eNgqamakhwe ugwetywe ubomi entolongweni emva kokufunyanwa enetyala lokubulala inkondekazi enamashumi alithoba anesine eminyaka ubudala.
Read MoreUNkosi Masibonge Magodla (35) welali yakuMagodla eNgqamakhwe ugwetywe ubomi entolongweni emva kokufunyanwa enetyala lokubulala inkondekazi enamashumi alithoba anesine eminyaka ubudala.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma utyelele kwisibhedlele sase All Saints uyonikeza ngempahla nezipho kwabo bebefumene abantwana ngosuku lokuzalwa kuka Tata uNelson Mandela.
Read MoreUqhogwano kwesikolo esizinze eJamani (Germany) iNelson Mandela School kunye ne-St. Johns College eMthatha kuchazwe njengentsika ezoxhamlisa abafundi nootitshala bezi zikolo zozibini.
Read MoreAbazali bayacelwa ukuba bathi xha ngokukhupha izimemo zomgidi ingekacaci imeko yomkhwetha ngoba oko kuye kudale uxinzelelo kumakhankatha esuthwini, kusetyenzwe ngokukhawuleza ngelithi kulungiselelwa olu suku lomgidi.
Read More“Ngxe kumzi kaFaku” – uyaxolisa uPutco Mafani emva kokuthi amaMpondo awalazi isiko lolwaluko.
Read MoreKwiveki ezine ezidlulileyo iinkosi zaseMnquma bezixakekile zikeleza zonke izikolo zibamba intlanganiso namakhwenkwe ekulindeleke aye esuthiwini ngelixesha lolwaluko laphakathi enyakeni.
Read MoreKulindeleke avele enkundleni yamatyala kuleveki sikuyo amadoda amabini afunyenwe nezixhobo kwilali yakuNothintsila eNgqeleni.
Read MoreUmasipala waseMnquma kunye neMnquma Initiation Forum sele baqalile kwiveki ephelileyo bejikeleza betyelela izikolo ezinamakhwenkwe azakuya ehlathini ulungiselela elixesha lolwaluko laphakathi enyakeni.
Read More27 Canzibe 2024 – Anele Raziya Urhulumente waseMpuma Koloni ubekele bucala imali engange R560 million ukuba kuhlaziywe isibhedlela esiseMbhashe i-eMadwaleni
Read More20 kuCanzibe 2024 – Anele Raziya kumkani yamaXhosa jikelele, uAhlangene Sigcawu uliqhwabele izandla inyathelo lika Mphathiswa weSebe elijongene nemiCimbi yezaseKhaya,
Read More