Udlwengulwe waze wabulawa ngokungenalusini uHlobokazi Vusiwe
Intatheli: Ntsikelelo Jonga | Flagstaff Ubesuka kwikhaya lakhe eFlagstaff ebuyela apho aphangela khona eLusikisiki uNkszn Hlobokazi Vusiwe. Amapolisa kwidolophu yaseLusikisiki
Read MoreIntatheli: Ntsikelelo Jonga | Flagstaff Ubesuka kwikhaya lakhe eFlagstaff ebuyela apho aphangela khona eLusikisiki uNkszn Hlobokazi Vusiwe. Amapolisa kwidolophu yaseLusikisiki
Read MoreIntatheli: Ntsikelelo Jonga | Fisantekraal Five men aged between 24 and 31 were injured in a shooting incident that occurred
Read MoreIntatheli: Ntsikelelo Jonga | Ngentsasa yangoMgqibelo umhla wesi- 8 kwinyanga yeNkanga, kwafunyanwa umzimba weNina elinama-27 eminyaka I ubudala uxhaxhiwe. Kubonakala
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | INkundla yamatyala yaseBityi eMthatha isigwebe ubomi entolongweni isidlwengu emva kokuwelwa ngamatyala amabini okuzithatela ngolunya kumhlaba ongezantsi.
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Bityi Amapolisa afumene umzimba womnye unogada oneminyaka engama-28 ubudala unamanxeba wembumbulu entloko, ngelixa omnye unogada ekuqikelelwa
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Cofimvaba Kubhubhe abantu abathathu, abanye abalishumi elinesine bonzakala kwingozi embi ebandakanya itekisi kunye nePolo kuhola wendlela
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Monti Umama wenkwenkwana eneshumi elinanye leminyaka ubudala edlwengulwe ngabasetyhini ababini kwindawo yaseEsinqaqu-nqawini eMonti uthi ufuna ubulungisa.
Read MoreMonwabisi Khininda | Ngqushwa Igama likaMluleki Makrwalana (62) lifakwe kuluhlu lwezidlwengu eMzantsi Afrika, emveni kokuba ethiwe nka-a ngodilikajele yiNkundla yeNqila
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Mpuma Kapa Amapolisa aseMpuma Kapa athe bhazalala ekhangela abasolwa kwityala lokubulawa kwabantu abathathu eNdevana, eZwelitsha kwiveki
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | East London (SA) Emini ngumama onesidima ofundisa abantwana bamabanga aphantsi kwisikolo iSinomonde Primary eMonti. NgeCawe useCaweni.
Read More