‘Sifuna utshintsho kwindawo esihlala kuzo
Intatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Uphehlelelwe ngokusesikweni umbutho we NYCO (Ngcobo Yethu Civic organisation) kwidolophu yase Ngcobo. Lo mbutho ngowabahlali
Read MoreIntatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Uphehlelelwe ngokusesikweni umbutho we NYCO (Ngcobo Yethu Civic organisation) kwidolophu yase Ngcobo. Lo mbutho ngowabahlali
Read MoreIntatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Umasipala wase Dr AB Xuma uthe wanikeza ngezixhobo zokusebenza ukuncedisa intwazana eselula ukuphuhlisa ishishini layo
Read MoreIntatheli: Anele Raziya | Gcuwa Umbutho webhola ekhatywayo eGcuwa, iMnquma Local Football Association (Mnquma LFA) kunye neNozulu Youth Legacy Cup
Read MoreIntatheli: Anele Raziya | Mnquma Ukulungiswa kwamabala ezemidlalo abesemngangathweni kuzo zonke iindawo zaseMnquma yenye yezinto ekufanele ukuba urhulumente ayibeke phambili kwizinto
Read MoreIntatheli: Anele Raziya| Mbhashe Amafama waseMbhashe akwiphulo lokurhweba ulutsha ngobuninzi ukuba lubeyinxalenye nawo kwimisebenzi yokufuya nokulima. La mafama anoluvo lokuba
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Cofimvaba Abahlali base-St.Marks eCofimvaba badiniwe lulwaphulo mthetho kule dolophu. Kwiveki ephelileyo abahlali kuquka nabeelali ezingqonge ledolophu
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Mpuma Kapa Bade babhataleka oonotekisi abathutha abantwana besikolo abebesoloko begrogrisa ngokunqumamisa ukuthuthwa kwabantwana de babhataleke imila
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda Mzantsi Afrika: Isebe leMicimbi yeZekhaya (Home Affairs) lilungiselela ukuphelisa ukusetyenziswa kwesazisi esiluhlobo lwencwadi ngonyaka ka-2029. Oku kubhengezwe
Read MoreIntatheli: Ntsikelelo Jonga Kraaifontein: Owaziwa ngegama elingu’Ta-Ero’ noyinzalelwane yaseMt Fletcher ohlala ke ngoku eBloekombos eKraaifontein nongutatomkhulu kubazukulwana, engutata ebantwaneni, udibanisa
Read More