Amalungu ePalamente afuna ukuphandwa “kwinkqubo yokuhlawula yonke isibonelelo soluntu”
Usihlalo wekomiti yesebe uBridget Masango uthi amagosa afunyenwe enetyala lobuqhophololo okanye ekuziphatheni kakubi kufuneka agwetywe
Read MoreUsihlalo wekomiti yesebe uBridget Masango uthi amagosa afunyenwe enetyala lobuqhophololo okanye ekuziphatheni kakubi kufuneka agwetywe
Read MoreIsebe leZempilo eMpuma Kapa livakalise umothuko nenkxalabo emva kokuva udaba lwentombazana eneshumi elinambini leminyaka, ezalele kwiziko leMpilo kuKomani kwisithili iChris Hani, eMpuma Kapa.
Read MoreIsebe leZekhaya (Home Affairs) likhuthaza abemi belizwe loMzantsi Afrika ukuba bafudukele kwizazisi eziluhlobo lweSmart Card njengoko zineempawu zokhuseleko.
Read MoreNgokuhambelana neeNtsuku ezili-16 zaMazwe ngaMazwe zokuLwa ubuNdlobongela obuSekwe kwiSini, iSixeko saseKapa siququzelele ucweyo lweentsuku ezimbini olunenguqu olunesihloko esithi Fatherhood for the Future.
Read MoreU-Inathi Kwezi (20) yintambazana eyinzalelwana yaseXhorha,ekwangumfundi wonyaka wokugqibela kwizifundo zamahlathi (Diploma in Forestry) kwikholeji iFort Cox.
Read MoreNjengoko ihlabathi liqwalasela uSuku lwaMazwe ngaMazwe lwaBantu abaKhubazekileyo (IDPD), uMasipala wesiThili saseCape Winelands (CWDM) ubonakalisa ukuzinikela kwakhe okungagungqiyo ekukhuthazeni ubandakanyo nofikelelo jikelele kumntu wonke.
Read MoreSidinga ixesha elingakumbi lokuhlomla ngalo mthetho uyilwayo, nonokuthi uguqule ubomi bezigidi
Read MoreAmakhadi eGolide akwa-SASSA aya kuhlala esemthethweni, itsho iPostbank, njengoko ixesha elibekiweyo liza kuba semva
Read More