Ayakude amafama avelisa uboya
11 May 2023 – Yonela Mpaka
EKOMANI
Amafama abizwa Mbekweni Wool Growers Association eKomani athe anikezwa ngeshedi yokuchebela igusha. Oku kwenziwa nguMphathiswa weSebe Lezophuhliso lwamaphandle nemihlaba umama uNonqubela Pieters. Ukuxhamla kwamafama kwishedi abazinikezwa ngurhulumente kubonakala kuthetha lukhulukubo.
IWool Growers Association ngumbutho wamafama oboya asele eqhubela phambili ayazinokubabulekakokufuya. Abaxhamli kule shedi phantsi kukatata uSakhumzi Mbhekeni nongumfuyi wegusha uthe urhulumente kudala bemlindile bayavuya kakhuluxa ide yakhona into ecacayo ayenzayo.”
Sonwabe ngendlela engathethekiyo ngokusa kuyeka ukuchebela igusha zethi kwindawo engacacanga, ukufuya kuthi kuthethalukhulukubasiyathengisa sifumane imali sifundise abantwana bethu ngayo nangoku sitya kamandi ezindlini akhonto siyidingayo, sicela urhulumente athe gqolo ukusinceda kubasifuna ukuya phambili sisithi kubaxhasibethu nangamso sonwabile kakhulu, ” utshilo utata uMbhekeni.
Umphathiswa umama uPieters uthethena mafama ewakhuthaza ukuba aqhube abheke phambilikuba imisebenzi inqabile ngoku.” Yonke into ngoku ifuna imali sizothinantsi ishedi yokunincedaniyeke ukuhambenichebela emizini, sifuna nokhuthaza ukuba leshedi izingajiki ibeyi ndawo engahoye kangakwiminyaka ezayosifunani yigcine iloluhlobo ilulo, sijwakhuthaza nabantu abatsha ukubabalandele ekhondweni, ” utshilo uPieters.
Umbutho iWool Growers Association ngamafana asele ekwazino kuvakalisa ingxaki ahlanganazo kurhulumente. Sele iyiminyaka uqhuba lombutho phantsi kwenkokheli ezikwaziyo ncakasana ukufuya ukuba kubaluleke kangakanani. Ibhongo elikhuluna kubantu bendawo bevuyela inqubela phambili.

