Incwadi: Kungathintelwa njani ukufa kwabakhwetha
Z Mtumane
Uthi umbhali;
Ndeva ilizwi lisithi kum; Bhala…..
Ukufundwa kwamazwi ale ncwadi, enziwe, kuya kusindisa imiphefumlo yabakhwetha abaninzi ekubhubheni.
Iziqulatho
Imbulambethe
Amagqabantshintshi ngombhali
1.Amagqabantshintshi ngolwaluko
Yintoni ulwaluko?
Imvelaphi yolwaluko
Ulwaluko nezizwe eziseMzantsi Afrika
Injongo yolwaluko
Ngubani owalukayo?
Elokuphetha.
2.Konakele phi na?
Abazali namakhwenkwe
Indala le nkwenkwe
Ukutya komkwetha
Ingxaki
Ingcibi
Ingxaki
Ikhankatha
Ingxaki
Elokuphetha
3.Makuthiweni na ke ngoku?
Umzali nenkwenkwe
Ingcibi
Ikhankatha
Igosa lempilo
Ucoceko
Elokuphetha
4.Isuthu njengesikolo
Isimilo esingamkelekanga sabantu abalukileyo
Okufundiswa likhankatha
Ukululekwa komkhwetha
Impahla yomkhwetha
Ukuzonwabisa komkhwetha
Ukuthiywa igama
Elokuphetha
5.Yabuy’indodana
Amalungiselelo
Ukuphuma
Elokuphetha
6.Isibheno
Konke ke oku kulindele ukuba uzakufumana kule ncwadi.
Olwam uluvo: Ingcibi iyazalwa.
Nokokuba umntu angafunda ade ayityekeze futhi athwale izidanga zibelikhulu(100) kodwa engabuzalelwanga ubungcibi, loo mntu uyakubangela into eninzi yokufa kwabakhwetha,
Kodwa ke noxa kunjalo, incwadi le iza nako konke.
Hlala nje wena ujongile..


