HALALA NGORHULUMENTE WOBUMBANO”
Abasemfuthweni wolwazi bafumanise okokuba abantu abaninzi kweli loMzantsi Afrika bavakalisa uchulumanco ngamanyathelo ombutho we ANC okumemelela nokwakha uRhulumente ofunwa ngabantu beli.
Read MoreAbasemfuthweni wolwazi bafumanise okokuba abantu abaninzi kweli loMzantsi Afrika bavakalisa uchulumanco ngamanyathelo ombutho we ANC okumemelela nokwakha uRhulumente ofunwa ngabantu beli.
Read MoreUmbutho wotitshala nobizwa i Sadtu kwidolophu yase Ngcobo uthe wabamba usuku lokuthi ndlelantle kwitishala ezithatha umhlala phantsi kwanezo ziwuqhuba kakuhle umsebenzi wazo.
Read MoreUmbutho olawulayo kumasipala iDr AB Xuma ngowona abantu ababonakalise umdla kuwo. Oku kuvele ngethuba bekugaywa inxaso kwilali zalomasipala.
Read MoreIingcali kwezopolitiko zivakalise okokuba ngoku eli lo Mzantsi Afrika libonakala lijonge kuRhulumente Wobumbano emveni kokuba kungakhange kubonakale elona qela lihambe phambili kulonyulo.
Read MoreKubonakala engaqinisekanga amaqela amaninzi kwezopolitiko emveni kokuba kuthe kwavela amatsha kwezopolitiko. Kubonakala kumaqela amathathu amakhulu kweli, iEFF, ANC kunye neDA imeko ingabonakalisi ngathi angaphinda ibe ngawo ahamba phambili.
Read MoreInkokheli yombutho we ATM u Vuyo Zungula ibinyathele kwidolophu yase Cofimvaba phantsi komasipala Ntsikayethu iyokugaya inxaso.
Read MoreAbahlali beendawo ezahlunekeyo eMnquma bavakalise ukungoneliseki ngumgama osele uhanjwe ngurhulument ophetheyo kwicala lokuzisa inkonzo ezingcono eluntwini, logama abanye bencoma ngelithi izinto azisafani nakuqala ngaphambi kwenkqubo yedemokrasi.
Read MoreKukho iindlela ezahlukeneyo kodwa khumbula ukufaka isicelo kwangethuba kwivoti ekhethekileyo ukuba uyayifuna
Read More