Kuzakwenzeka ntoni xa intatheli zethu zingasekho?
I-Association of Publishers Independent (AIP) isungule inyanga yayo “Ubuntatheli Iphulo likaNgxamiseko ngomhla woSuku lweHlabathi lweNkululeko yeendaba.
Read MoreI-Association of Publishers Independent (AIP) isungule inyanga yayo “Ubuntatheli Iphulo likaNgxamiseko ngomhla woSuku lweHlabathi lweNkululeko yeendaba.
Read MoreAbazali belali yaseMabheleni, eZimbane eMthatha bayaqhuba nephulo lokuqinisa ukusetyenziswa kweNkciyo ukukhuthaza amantombazana aselula ukuba angakhulelwa,angangeni kwiziyobisi kwaye aqiniseke ngemfundo.
Read MoreKudliwano-ndlebe noosomashishini baseMthatha uDizindaba ifumanise ukuba bakhala ngenkxaso engekhoyo yokuhlumisa amashishini abo.
Read MoreUmbutho woonotekisi i-Border Taxi Association nabanye oosomashishini baseMthatha bahlangene bazibophelela ukuba bazakubangcwaba abantwana ababini bakwaMakeleni eSibangweni.
Read MoreBasebenza ngoloyiko ooGqirha aBongikazi nabasebenzi kwisibhedlele iDr. Malizo Mpehle kuTsolo kwiphondo leMpuma Kapa. Oku kulandela ukumane kubonwa iinyoka ezinobuhlungu zidakasa phakathi kwabantu nakwiwadi zezigulana.
Read MoreUlishiyile emva kwengulo ende eli limagada ahlabayo uSir Vic Tonjeni. UTonjeni wazenzela igama njengoqweqwe lwentatheli nompapashi wamaphephandaba esiXhosa.
Read MoreAbafundi besikolo sase King Sabatha Dalindyebo kwidolophu yase Ngcobo bayaqhuba noqhanqalazo emva kokuba bengade bazifumane imali zabo zokufunda zika Nsfas.
Read MoreIlali yaseMqhekezweni ,eMthatha,edume ngolwaphulo mthetho, ikwiphulo lokuhlangula amantombazana aseleula nabafana kwiziyobizi, ukuzibhubhudla nokukhulelwa okungacwangciswanga.
Read More