Ubhentsisiwe umhlola wokutshatiswa kwentombi yaku Tsolo ingazi
AmaMpondomise azifumana ephantsi koxinzelelo emveni kokuba usisi owalahlekelwa yincwadi yakhe yesazisi wazifumanisa sele engu nkosikazi Okomondi mntu low ongowase Nigeria.
Read MoreAmaMpondomise azifumana ephantsi koxinzelelo emveni kokuba usisi owalahlekelwa yincwadi yakhe yesazisi wazifumanisa sele engu nkosikazi Okomondi mntu low ongowase Nigeria.
Read More20 kuCanzibe 2024 – Anele Raziya kumkani yamaXhosa jikelele, uAhlangene Sigcawu uliqhwabele izandla inyathelo lika Mphathiswa weSebe elijongene nemiCimbi yezaseKhaya,
Read MoreUmasipala waseMnquma eGcuwa ukwiphulo lokuncedisa ulutsha ngeezixhobo zokudlala imidlalo entlobo-ntlobo ingakumbi kwindawo ezisemaphandleni.
Read MoreUMphathiswa weSebe elijongene nokuphuhlisa amashishini amancinane, uStella Ndabeni-Abrahams ukhuthaze oosomashinini baseAlfred Nzo abasakhulayo ngokuthi abanike izixhobo zokusebenza kumashishini wabo.
Read MoreAbahlali beendawo ezahlunekeyo eMnquma bavakalise ukungoneliseki ngumgama osele uhanjwe ngurhulument ophetheyo kwicala lokuzisa inkonzo ezingcono eluntwini, logama abanye bencoma ngelithi izinto azisafani nakuqala ngaphambi kwenkqubo yedemokrasi.
Read MoreAmalungu ombutho we Zion church Board kumasipala iDr AB Xuma atyelele kwilali yaku Manzana kwikhaya lakwa Xuma ukuyonikezela ngezinto zokokha nabazicele kwenye yevenkile zalapha.
Read MoreUmasipala wase Malahleni phantsi kwedolophu yase Ladyfrere ububambe usuku lokubhiyozela impumelelo eyenziwa zizikolo zase Lady Frere ne Cala ebezisenza ibanga leshumi kunyaka esimshiya ngasemva.
Read MoreUMphathiswa weSebe Lezempilo umama uNomakhosazana Meth ephelekwe ligqiza lakhe batyelele kwisibhedlele sase AllSaints ukuzonikeza nge wheelchair kuzovulwa negumbi elizakuthi lincedise kwicala labantu abangevayo nabo bangaboniyo.
Read MoreUMasipala waseDrakenstein unebhongo ngokubhengeza intatho-nxaxheba yethu eqhubekayo kuMngeni we-100 Days Against Gender-based Violence (GBV), siqinisekisa ukuzinikela kwethu ekupheliseni lo mba uzingileyo kuluntu lwethu.
Read MoreIbonakala ide yaneziphumo intlungu ebeyambethe aMampondo ase Ntshona nalapho kuthe kwakhulelwa intwazana eneminyaka eyi 18 nebisandula kubuya kwi siko lendoni.
Read More