USodolophu usebenzisana noluntu kuphuhliso
Yintatheli yeKhwezi Umasipala kunye noSodolophu waseEnoch Mgijima uMadoda Papiyana bebendwendwele kwilokishi yaseMlungisi eNomzamo eKomani kwa-wadi 15 apho bekucocwa amathafa angekho
Read MoreYintatheli yeKhwezi Umasipala kunye noSodolophu waseEnoch Mgijima uMadoda Papiyana bebendwendwele kwilokishi yaseMlungisi eNomzamo eKomani kwa-wadi 15 apho bekucocwa amathafa angekho
Read MoreYintatheli yeKhwezi UMphathiswa woPhuhliso loLuntu eMpuma Kapa,uBukiwe Fanta ubongoze uluntu ukuba luhloniphe luphinde lukhusele abantu basetyhini njengoko le iyinyanga yamanina.UMphathiswa
Read MoreYintatheli yeKhwezi Abasetyhini nabasebenzela inkampani yokulungiswa kwendlela iRoadMac Surfacing Cape nekungoku isebenza kwiphulo lendlela u-R390 phakathi kweNxuba (Cradock) neHofmeyer batyelele
Read MoreYintatheli yeKhwezi I-Nelson Mandela Museum ibiyozela usuku lwamanina ngobugorha,ukunyamezela nokuzingisa ngegalelo lawo ngokuguqula imbali nekamva leli lizwe. “Kweli ziko iNelson
Read MoreNguMonwabisi Khininda Iyakhula inkxalabo emva kokulahleka kukaVuyiswa Martha Nduna onamashumi amane anesixhenxe eminyaka (47),oxelenga njengoSajini kwisikhululo samapolisa esiseBainsvlei eBloemfontein kwiphondo
Read MoreUNomonde MaKheswa Makaula uza kudala umtsalane kwi-4th Funda Mpondo Literacy Festival.Le mibhiyozo izobanjelwa eLusikisiki Health Resource Centre ngomhla we-3-4 kuSeptemba
Read MoreNguMonwabisi Khininda INkulumbuso yephondo leMpumo Kapa uOscar Lubabalo Mabuyane uxhasa amaphulo okuphucula amanina.Le nkqubo ixhase ngezimali amaphulo akhokhelwe ngamanina ukuzisa
Read MoreNgu Anele Raziya Intwazana yaseMount Fletcher, uZizipho Valashiya (21) uthe gqolo ukuzenzela imbali kwibhola ekhatywayo kwiphondo laseMpuma Koloni. Kulandela emva
Read MoreKubonakala urhulumente esifezekisa isithembiso sakhe awasenzayo kubahlali bendawo yamatyotyombe eGcuwa ebizwa ngokuba kuse Skiet emva kokuba bemkelwa yimikhukhu yabo kwizandyondyo
Read MoreTsomo. Intatheli: Anele Raziya Usihlalo weNdlu yeeNkosi eMpumakoloni, uNkosi Mpumelelo Gwadiso ekunye noMphathiswa kwiSebe loRhulumente weNtsebenziswano (Cogta) uZolile Williams babhinqe
Read More