Kubulewe umguvela kumqhoqhozwano namapolisa
Ukudubulana kwamapolisa nemiguvela lushiye unqevu enabele uqaqaqa. Oku kwenzeke kwilali yaseDalasile eNgcobo ngoLweibini weveki esisuka kuyo.
Read MoreUkudubulana kwamapolisa nemiguvela lushiye unqevu enabele uqaqaqa. Oku kwenzeke kwilali yaseDalasile eNgcobo ngoLweibini weveki esisuka kuyo.
Read MoreAmapolisa aseMthatha alumkisa abantu, abafake izicelo zokuqeshwa njengamapolisa,ngomntu otsalela abantu iminxeba afune imali aze abathengise ngengqesho.
Read MoreUSiyakhangela Ndevu nowakwakhe uVuyokazi bafunyaniswe benetyala baze bagwetywa umdliwo wemali.Isigwebo siwiswe yinkundla ephakamileyo yaseMonti ngoLwesihlanu weveki esisuka kuyo.
Read MoreBaphila ubomi bentshontsho abosapho lakwaNtuli eSigidini Esiphakathi kwidolophu yaseMaxesibeni (Mt.Ayliff) kwiphondo leMpuma Kapa.
Read MoreUbulewe ngokumasikizi umama u Somikazi Gcayiya nobebizwa Sdudla noqikelelwa kwiminyaka engamashumi amane ubudala  nobehlala kwindawo yase Matyotyombeni  kodwa ikhaya lakhe likwindawo yase Clackburry eNgcobo.
Read MoreWonke umntu oshishina kwidolophu zaseMnquma eziquka iGcuwa, Ngqamakhwe noCentane kunyanzelekile ukuba abenamaphepha (permit) amnikayo igunya lokwenza oko ngokunokutsho kuka masipala.
Read MoreUMomelezi Mbedla owayesakuba nguSodolophu waseMatatiele uphakwe inkunzi ngentseni xa ebezilolonga kuhola wendlela ongena kule dolophu.
Read MoreKuphinde kwadutyulwa kwabulawa owasetyhini eLusikisiki kwiveki esisuka kuyo. Kunyaka ophelileyo mane amanina abulewe ngokudutyulwa eLusikisiki.
Read MoreIbanjwe yaphoswa ngaphaya kwezitshixo indoda etyholwa ngokudlwengula intombi-nto ekwalilungu leNkciyo kwilali yaseNcise eMthatha
Read MoreKulindeleke libuyele kwinkundla yaseBhisho ityala labarhanelwa kurhwaphilizo kudliwa imali yokulungiselela isikhumbuzo sikaGqirha Nelson Mandela owayenguMongemeli wokuqala woMzantsi Afrika okhululekileyo. UMadiba
Read More