Bekubanjwe umsitho wenciyo eDutywa
IKumkani yamaXhosa jikelele, uAhlangene Vulikhaya Sigcawu uthe iinkosi zeli zinexaduva lokuncedisana norhulumente ukulwa into yokuphathwa gadalala kwamanina (Gender based violence) emakhaya.
Read MoreIKumkani yamaXhosa jikelele, uAhlangene Vulikhaya Sigcawu uthe iinkosi zeli zinexaduva lokuncedisana norhulumente ukulwa into yokuphathwa gadalala kwamanina (Gender based violence) emakhaya.
Read MoreKuthiwa iziganeko zakutshanje ezinxulmene notywala zibonakala ziyibeka kwi meko esegedukeni imeko yokuthengiswa kotywala kweli lo Mzantsi Afrika.
Read MoreIliwa libheke umoya kumanina amane aseMpuma Kapa athe abhalisa abantwana abangekhoyo nto leyo ngolwimi lwengingqi yaziwa ngokuba “ziimbombozi” kuba befuna ukwamkela imali yesibonelelo sikarhulumente sabantwana, kulandela ukubanjwa kwawo eFlagastaff naseMbizana.
Read More21 EyoMsintsi 2023 PHILIPPI Abasebenzi bombane besiXeko, iikontraki kunye nee-arhente zoNyanzeliso loMthetho ziqhawule ngempumelelo uqhagamshelo lombane ePhilippi, ngaphandle kobundlobongela obungamkelekanga
Read More21 EyoMsintsi 2023 – Anele Raziya DUTYWA Umasipala waseMbhashe eDutywa ugxeleshe ukhulisa uqoqosho lawo ngeezonkekhetho kwaye urhwebe nabatyali zimali. Oku
Read MoreUphando lwamapolisa oluthe gabalala lweProvincial Family Violence, Child Protection and Sexual Offences (FCS) Unit lukwazile ukunxulumanisa ngokwencindi yofuzo (DNA) indoda eneminyaka engamashumi amathathu (30) kumatyala okudlwengula alishumi nesine phakathi kommandla wakuTsolo naseGcuwa.
Read MoreUfunyenwe ehlathini ngentseni yangoLwesine umzimba wenina elingumama wabantwana abathathu abafunyenwe beswelekile ngentseni yangoLwesibini kummandla okuwadi 19 ePort St. Johns.
Read MoreInkundla yamatyala yaseMqanduli igwebe iminyaka engamashumi amabini anesihlanu ithothoza emjiva indoda efunyenwe inetyala lokubulala umfazi wayo kuba engavumanga ukuba izeke isithembu.
Read MoreAkhutshwe esitokisini ngebheyile yama-R5000.00 amapolisa amabini asebenza phantsi kwecandelo looKhetshe awanqakulwa avalelwa ngezityholo zokunyobisa.
Read MoreAmalungu ePublic Assets Community based Tenants and Owners Association (PACTOA) ayalelwe ibheyile ityeli lesithathu yinkundla kaMantyi eMthatha.
Read More