Uninzi lwabafumana inkxaso-mali yenkxaso yabantwana bashiyeke bengenamali ngoJanuwari
Isithethi sakwaSASSA siyakukhanyela ukuba kukho ingxaki, kodwa amagosa athetha ngokufihlakeleyo athetha ngenye indlela.
Read MoreIsithethi sakwaSASSA siyakukhanyela ukuba kukho ingxaki, kodwa amagosa athetha ngokufihlakeleyo athetha ngenye indlela.
Read MoreZimalunga nama-500 ezinye iintsapho eziza kufuduswa ekupheleni kwenyanga
Linyuke kabini inani leentsapho ezihlala kumhlaba we-Arhente kaLoliwe waBakhweli baseMzantsi Afrika (PRASA) kufuphi nesikhululo sikaloliwe iStock Road ePhilippi East, eKapa ekupheleni kweyoMqungu. Kodwa iintsapho ezingama-400 esele zihleli apho zikhalazela ukunqongophala kwezindlu zangasese namanzi.
Read MoreI-Metrorail izakuqhuba kwakhona ekupheleni kukaFebruwari
Umzila waseStellenbosch kulindeleke ukuba uvulwe ekupheleni kukaFebruwari emva kweminyaka uvaliwe, ngokokutsho kweMetrorail.
Read MoreAbafundi bePhondo bayasokola ukufumana indawo yesikolo, kodwa iKZN neGauteng zithi azilunganga.
Read MoreInina elibulele izizalwana linyeke imali ye insurance liyalelwe ibail kwi nkundla yezibheno kuba kusoyikiselwa okokuba lingaduka lingaze liphinde libonwe kweli.Â
Read MoreIlungu leKomiti kaSodolophu, u-Alderman JP Smith kunye noMphathiswa wezoThutho wePhondo bajoyine umsebenzi wothutho lwabafundi eMitchells Plain kwiveki ephelileyo ngoLwesine.
Read MoreIziphumo zika Greyidi 12 zaseMpuma Koloni ezisando kubhengezwa nguMphathiswa weMfundo esiSeko kuzwelonke, uAngie Motshekga nalapho iphondo ilifumene u81.4% wokuphumelela kwabafundi, zibonakalisa mhlophe ukuba kuse kuninzi okuhle okuzayo kweli phondo leengqele.
Read MoreUsodolophu womasipala waseNgqushwa uSanga Maneli ukhuthaze abafundi abangaphumelela uGreyidi 12 ukuba bangatyhafi kwaye bavuke bavuthulule baphinde esikolweni okanye baye kwiTVET Kholeji zeli.
Read MoreIntsapho yakwaMarthinus yahlala kwithala leencwadi kangangenyanga emva kokugxothwa kwifama eyayihlala kuyo iminyaka engama-20.
Read More