Baphume emagqabini kuManzana eNgcobo
Abafundi besikolo samabanga aphezulu I Manzana kwidolophu yase Ngcobo nabebesenza ibanga leshumi bathe bapasa ngo 94,4 wepesenti ntoleyo ebavuyise ngendlela engathethekiyo.
Read MoreAbafundi besikolo samabanga aphezulu I Manzana kwidolophu yase Ngcobo nabebesenza ibanga leshumi bathe bapasa ngo 94,4 wepesenti ntoleyo ebavuyise ngendlela engathethekiyo.
Read MoreAbahlali base Chefa hook phantsi komasipala I Dr Ab Xuma bebebambe uqhanqalazo bekhalazela inkonzo zika rhulumente ezingafikiyo kubo. Izandyondyo zemvula
Read MoreKwi mifanekiso engentla yinkitha yabafundi bezikolo ngezikolo zase Ntshona Koloni kwi ngingqi yesixeko sase Kapa kuquka ne Cape Winelands nalapho kubonakala Ihlumelo Junior Secondary School kunye neDesmond Tutu High School.
Read MoreUJacob Gedleyihlekisa Zuma owayesakuba nguMongameli weli lomdibaniso uthi nangona eselilungu likaKhongolosi akazukuyigayela iivoti engazukuyivotela kananjalo.
Read MoreUVuyo Zungula onguMongameli weAfrican Transformation Movement (ATM) utyhola ngokuba kukho abantu abamfuna efile. Ubanga ngelithi ufumene umnxeba kwisigwinta esiqeshelwe ukuba simgqithise amafu.
Read MoreInenekazi laseMthatha elineminyaka engamashumi amane anesine elisebenzela umzi wamagqwetha libanjelwe ukuxhwila ophunyelwe yimali yakwa-RAF. Ngokwamaxhwebhu enkundla ixhoba lafaka ibango lemali yengozi yemoto lincediswa ngala magqwetha.
Read MoreLiqina lendoda ekumashumi amahlanu nomfazi wayo abatshe baluthuthu kwiveki esisuka kuyo, betshela kwityotyombe labo.Kutyholwa ukuba esi sibini sitshiswe ngabahlali kwilali yaseSikiti eMatatiele kwisithili iAlfred Nzo, eMpuma Kapa.
Read MoreAmapolisa amane asebenzela icandelo lakwaPOPS azithezele olunenkume emva kokutyatyekwa izityholo zokubulala,ukuxhwila nokubetha ngeenjongo zokonzakalisa.
Read MoreNgoLwesihlanu weveki ephelileyo amapolisa amabini aseRhafu (Graaff Reinet) uWarrant Officer Johannes Gerber noWarrant Officer Lawrence Plaatjie bakhutshwe ngebheyile ye-R500 umntu emnye kwinkundla kaMantyi yaseRhafu.
Read MoreXa ugqiba kubeleka kwisibhedlela saseMthatha kufuneka uhlale uthi qwaa ugade okungekehli ngenxa yobusela obandileyo beentsana. UNontembeko Fusa (26) uzibhaqe sele engenamntwana emveni kweentsukwana ezisibhozo ebelekile.
Read More