Ligxothwe ngokutshiselwa umzi usapho lakwaNtengo
Imveku eneminyaka emibini izelwe kunye noninakhulu oneminyaka engamashumi amathandathu ananye ubudala baphakathi kwamalungu aliqela osapho lakwaNtengo ahlala esithubeni okwenyamakazi emva kokutshiselwa ikhaya labo kwilali yakuQhaka ePort St. Johns.
Read More