Angaphandle ngebheyile amalungu ooKhetshe
Akhutshwe esitokisini ngebheyile yama-R5000.00 amapolisa amabini asebenza phantsi kwecandelo looKhetshe awanqakulwa avalelwa ngezityholo zokunyobisa.
Read MoreAkhutshwe esitokisini ngebheyile yama-R5000.00 amapolisa amabini asebenza phantsi kwecandelo looKhetshe awanqakulwa avalelwa ngezityholo zokunyobisa.
Read MoreAmalungu ePublic Assets Community based Tenants and Owners Association (PACTOA) ayalelwe ibheyile ityeli lesithathu yinkundla kaMantyi eMthatha.
Read MoreUmhla wama-31 kuAgasti minyaka le ngumhla obekelwe bucala ukujongana namayeza esiNtu aseAfrika (African Medicine Day).Isebe lezeMpilo eMpuma Kapa libambe lo msitho kwindawo yaseDutywa libambisene namaXhwele namaGqirha.
Read MoreEmva kokuba iindawo eziliqela eNgqushwa zathi zachaphazeleka kwimvula neemimoya ebhundlayo eyashiya iindlela zimoshakele ngenxa yokhukhuliseko ngamanzi.
Read MoreAmapolisa amabini asebenzela ibutho leHawks abanjwe kwintseni yangoLwesine ngezityholo zokunyobisa umntu emnyanzelisa ukuba makawanike imali ekuma-R50,000.00 ukuze bona banyamalalise idokethi letyala lakhe, litsho liphelele emoyeni.
Read More14 EyoMsintsi 2023 – Yonela Mpaka CHRIS HANI Umasipala wase Chris Hani ubeke uLusanda Sizani njengoSodolophu omtsha kraca kwintlanganiso yebhunga
Read MoreUMasipala waseMbhashe eDutywa, usungule inkqubo yentsebenziswano phakathi kwawo kunye nenkampani yakwaMTN.
Read MoreIbizizihlwele zeenkonde nee nkondekazi kuquka nabo bakhubazekileyo ebebeshiyeke bevutha ngumsindo emveni kokuba ingakhange iphume imali yesibonelelo senkamnkam ngomhla wokwamnkela.
Read More