Author: Dizindaba

CommunityNews

IsiXeko sisungula iphulo leNkxaso yabaHlubi – sonke singenza ngoncedo oluncinci

IsiXeko sifuna ukunceda amakhaya anengeniso engama-R7 500 okanye ngaphantsi ngenyanga. Le mizi ingaxhamla ekucinyweni kwamatyala ukuba ngaba abakayifumani into ecinyiweyo kube kanye, bafikelele kwiinkonzo ezisisiseko zasimahla kwaye bafanelekele ukufumana isaphulelo se-100% kumaxabiso ezindlu zabo. IsiXeko siphehlelela iphulo laso leNkxaso kwabaHlulekileyo kule nyanga.

Read More