UCele unikezele ngeezithuthi ezine eBhityi
07 EyoMsintsi 2023 – Monwabisi Khininda EBHITYI UBheki Cele onguMphathiswa wesebe leZamapolisa usizalisekisile isithembiso sokuzama ngandlela zonke ukulwa ulwaphulo mthetho
Read More07 EyoMsintsi 2023 – Monwabisi Khininda EBHITYI UBheki Cele onguMphathiswa wesebe leZamapolisa usizalisekisile isithembiso sokuzama ngandlela zonke ukulwa ulwaphulo mthetho
Read MoreUKhayalethu Sakawuli (60) ubanjelwe ubusela bokuba neminwe emide kwimali yosapho lwakhe (Family Trust Fund) isixa mali esingange R2.8 yezigidi.
Read MoreUThemba Nyamela (33) owayesakuba yiManejala yeposi yaseCedarveille eMatatiele kwiveki ephelileyo ugwetywe ishumi leminyaka emva kokulahlwa lityala lobuqhophololo abejamelene nalo.
Read MoreUVuyelwa Bhalawese noSiyanda Majola bafunyaniswe benetyala lokubulala indoda kaVuyelwa enama-59 eminyaka ubudala, baze banikwa isigwebo sobomi umntu ngamnye.
Read MoreAmapolisa akuQumbu awalali buhlayo ubuthongo aphica ababulali bamadoda amathathu kwiveki ezimbini ezidluleyo.
Read MoreUmbutho ojongene neembethi manqindi ezisakhasayo eGcuwa, iMnquma Amateur Boxing Federation uchonge iimbethi manqinqi ezingamashumi amabini anesibhozo (28) ezizakumela ingingqi yaseMnquma kwitumente yephondo ezakubanjwa nge22-25 Septemba.
Read MoreAbaqhubi beemoto kwindawo yaseNtabankulu engaphantsi kwengingqi ye Alfred Nzo sokuze baphinde basokole xa befuna ukurhafela izithuthi zabo okanye ukuhlaziya amaphepha wabo wokuqhuba, ilayisenisi.
Read MoreBashiyeke bengenakhaya abosapho lakwa Zalingqele kwilali yase Qulunqu eNgcobo emva komlilo oqgugqise kwizindlu zonke.
Read More24 August 2023 – Monwabisi Khininda EMTHATHA Abafundi baseWalter Sisulu University kwiziko eliseNelson Mandela Drive, eMthatha, ngoLwesihlanu balunqumamisile uqhankqalazo. Ngokwengxelo
Read More