Owasetyhini utsarhwe yimbodlela wabhubha
16 EyeNkanga 2023 – 22 EyeNkanga 2023 – Monwabisi Khininda MPUMA KOLONI Ulonwabo lujike lwayincindi yekhala kwinina ekuvakala ukuba belisela
Read More16 EyeNkanga 2023 – 22 EyeNkanga 2023 – Monwabisi Khininda MPUMA KOLONI Ulonwabo lujike lwayincindi yekhala kwinina ekuvakala ukuba belisela
Read MoreAmapolisa aseBityi eMthatha abambe abarhanelwa abahlanu ngobusela bemfuyo, loo gama omnye wabo ekwabekwe ityala lokufunyanwa nompu neembumbulu ngaphandle kwemvume.
Read MoreUZikalala uthembisa ukuba umbono omasikizi wokubona abantwana besikolo bebeka iimpilo zabo emngciphekweni ngokuthi bawele imilambo enezikhukhula ngenxa yeebhulorho ezonakeleyo iza kuba yinto yezolo.
Read MoreAmapolisa aseGqeberha afumene inqwaba yeziyobisi ezixabisa i-R65 yezigidi kwintengiso yasesitratweni. Ezi ziyobisi zifunyenwe kwindawo yaseSea Port zingena zisuka kwilizwe laseBrazil. U
Read MoreUphantsi kogcino lwampolisa esibhedlele unqevu onamashumi amathathu eminyaka odutyulwe ngempazamo ngugxa wakhe ngethuba bebezama ukuphanga imali kwisithuthi sakwa-G4S eXhorha ngentseni yangoLwesihlanu.
Read More31 EyeDwarha 2023 – Intatheli: Sandiso Phaliso & GroundUp Staff Feature NYANGA Kulapho abantu behleli khona – Metrorail’s Central Line
Read MoreIsiXeko saseKapa siza kuthumela amanye amagosa ogcino-mthetho kwizibonelelo zothutho lukawonke-wonke kwiKapa liphela ukuze kuthintelwe izenzo zolwaphulo-mthetho, kunyanzeliswe ukuthotyelwa kwemithetho kamasipala nokujongana nemiba yorhwebo olungekho sikweni. Le yenye intsebenziswano enkulu yokhuseleko phakathi kweSixeko noRhulumente weNtshona Koloni. Kule meko, iSebe lezoThutho eNtshona Koloni lixhasa ngemali eli qela – elibizwa ngokuba liQela loKhuseleko lweZibonelelo zezoThutho zikaRhulumente – njengenxalenye yenyathelo elikhuselekileyo lezothutho loluntu.
Read MoreINkundla kaMantyi eMatatiele isikhabile isicelo sebheyile ebesifakwe nguMongi ojamelene nesityholo sokudlwengula umguli.
Read MoreBathi abantu bakuphelelwa lithemba kwingalo yomthetho babone ukuba okungcono mabathathele umthetho ezandleni ngokuthi kubulawe lowo otyholwa ngolwaphulo mthetho.
Read MoreUfunyenwe ngamalungu ebandla kumlambo uMdumbi eNgqeleni umzimba womfundi oneshumi elinesixhenxe leminyaka ubudala,obekhangelwa ukuqala ngoMvulo weveki ephelileyo.Ixhoba lesikhukhula ngumfundi kwisinala iPhangalele kwilali yaseNkumandeni eNgqeleni.
Read More