Ivuke phantsi iKhorona eTshayina
Yintatheli yeKhweziKudizwe ukuba kukho iCovid -19 entsha esasazeka kulo lonke elaseChina.UMzantsi Afrika uthi uyibeke esweni inzala yeOmicron NB.1.81 eluhlobo olutsha
Read MoreYintatheli yeKhweziKudizwe ukuba kukho iCovid -19 entsha esasazeka kulo lonke elaseChina.UMzantsi Afrika uthi uyibeke esweni inzala yeOmicron NB.1.81 eluhlobo olutsha
Read MoreBy: National Press Club Durban Smaller political parties and those operating within local municipalities will not receive any additional or fair
Read MoreOwasetyhini oneminyaka engamashumi amahlanu ananye (51) ubhubhele kwisibhedlele saseMthatha emva kokungeniswa kulandela ukubethwa kwakhe yindoda yakhe. Kutyholwa ngokuba eli nenekazi
Read MoreDownload the latest Issue 349 29 kuCanzibe (May) 2025 – 11 Silimela (June) 2025 CLICK HERE: CLICK
Read MoreYintatheli yeKhwezi Basinde ngokulambisa abantwana abahlala bodwa kwikhaya elingenamntu umdala kwilali yakwaZulu ,eLusikisiki.Abantwana abazelwe ngo-2005,2009 no2010 abaswelekelwa ngabazali bashiyeka bengenamncedi
Read MoreYintatheli yeKhwezi “Eli lixesha lomgwebo”Babhalile abantu kumakhasi onxibelelwano bengqinelana ngokuba sikwixesha lesiphelo.Baphawule ngelithi icawe yindawo ehloniphekileyo.Oku kulandela ukuphangwa kwamarhamente ngoonqevu
Read MoreNgu Anele Raziya Iphinde yabuya imidlalo yeMnquma Local Football Association (Mnquma LFA) eGcuwa emva kokuba ibikhe yamiswa iveki ezimbalwa ebutsheni
Read MoreUmbutho wamagqwangqa eMzantsi Afrika, i-AfroForum, ukhusela otyholwa ngokudlwengula umntwana oneminyaka esixhenxe ubudala. UCwecwe, ongumfundi kwisikolo iBergview College eMatatiele, wabuya esikolweni
Read MoreYintatheli yeKhwezi UMphathiswa waManina, uLutsha nabantu abaKhubazekileyo uSindisiwe Chikunga, umemelele ukuba kuthathwe iisampula ze-DNA kubantu abaninzi, kwityala lentombazana eminyaka esixhenxe
Read More