‘Ndandithengisa esitalatweni kodwa ndiyindoda
Intatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Uwongwe ngemoto umfana oselula wase Ngcobo u Xolile Madywathi.Inkampani yamayeza ithe yanikeza ngemoto ku Xolile
Read MoreIntatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Uwongwe ngemoto umfana oselula wase Ngcobo u Xolile Madywathi.Inkampani yamayeza ithe yanikeza ngemoto ku Xolile
Read MoreIntatheli: Anele Raziya | Mqanduli Abaqeqeshi bebhola ekhatywayo kwindawo yaseMqanduli ngaseMthatha kulindeleke ukuba bafumane uqeqesho ngaphantsi kwezifundo zeCAF D licence
Read MoreIntatheli: Anele Raziya | Mbhashe UNkosi uSipho Nyendane ongusihlalo weMbhashe Initiation Forum, uthe beyile forum ejongene nolwaluko abalindelanga ziganeko ezixhomisa
Read MoreIntatheli: Anele Raziya | Ndabakazi UMphathiswa wezoThutho kuzwelonke, uBarbara Creecy uthe ukuvulwa kwendlela ibisakhiwa kwilali yakuNdabakazi, eMnquma kuza kwandisa amathuba
Read MoreIntatheli: Anele Raziya | Gcuwa Imbaleki yeqela laseRhawutini elibizwa ngokuba yiPan African Resource Athletic club, uBayanda Gaga uzenzele imbali eGcuwa
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda UMphathiswa wesebe lezoThuto eMpuma Kapa uXolile Nqatha uwukhalimele umkhwa wokuhlaselwa kweebhasi zikawonke-wonke zikaAfrica’s Best 350 LTD (AB
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda Inkundla yamatyala yaseSterkspruit eMpuma Kapa igwebe ubomi ejele indoda enama-39 eminyaka ubudala emva kokulahlwa lityala lokudlwengula intombi
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda I-Independent Commission for Human Rights (ICHR) iqhuba uphando ngakuTyekela Protection Services emva kokufumana iingxelo zokungaphathwa kakuhle kwabasebenzi, ukungamkeli,
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda Amalungu angama-145 eBuilding Wood and Allied Workers Union of South Africa (BWAWUSA) aqalise uqhankqalazo olusemethethweni ngoLwesihlanu, ngokuchasana
Read More