Obedlwengula ephindelela ugwetywe ubomi ejele
Intatheli: Monwabisi Khininda | INkundla yamatyala yaseBityi eMthatha isigwebe ubomi entolongweni isidlwengu emva kokuwelwa ngamatyala amabini okuzithatela ngolunya kumhlaba ongezantsi.
Read MoreLatest Tech News
Intatheli: Monwabisi Khininda | INkundla yamatyala yaseBityi eMthatha isigwebe ubomi entolongweni isidlwengu emva kokuwelwa ngamatyala amabini okuzithatela ngolunya kumhlaba ongezantsi.
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Komani Usodolophu womasiplala wase Emalahleni uKhansila Ntombizanele Koni uthi uHambo lokusela umoya (Hiking) obelusenziwa kulomasipala lubeyimpumelelo
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Bityi Amapolisa afumene umzimba womnye unogada oneminyaka engama-28 ubudala unamanxeba wembumbulu entloko, ngelixa omnye unogada ekuqikelelwa
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Cofimvaba Kubhubhe abantu abathathu, abanye abalishumi elinesine bonzakala kwingozi embi ebandakanya itekisi kunye nePolo kuhola wendlela
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Monti Umama wenkwenkwana eneshumi elinanye leminyaka ubudala edlwengulwe ngabasetyhini ababini kwindawo yaseEsinqaqu-nqawini eMonti uthi ufuna ubulungisa.
Read MoreMonwabisi Khininda | Ngqushwa Igama likaMluleki Makrwalana (62) lifakwe kuluhlu lwezidlwengu eMzantsi Afrika, emveni kokuba ethiwe nka-a ngodilikajele yiNkundla yeNqila
Read MoreIntatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Bazityanda igila abaphila nokhubazeka edolophini eNgcobo nanjengoko lenyanga ibekelwe bucala ukujongana ngqo nabo. Oku kuza
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Monti U-Oscar Mabuyane oyiNkulumbuso yephondo leMpuma Kapa ethetha kwindibano yesithathu yeAnnual Eastern Cape Mining Indaba ebibanjelwe
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Mzantsi Afrika Ukusukela kwinyanga kaEpreli kunyaka ozayo kuzonqunyanyiswa ukuvalwa kwezikhewu zokhansela beewadi koomasipala xa kusenzeka asweleke
Read MoreIntatheli: Monwabisi Khininda | Mpuma Kapa Amapolisa aseMpuma Kapa athe bhazalala ekhangela abasolwa kwityala lokubulawa kwabantu abathathu eNdevana, eZwelitsha kwiveki
Read More