Umalusi udlwengule isidumbu
Abahlali base Bathenjini bothuswe ngumhlola awenziwe yindoda engumalusi wempahla kwilali yaku Mantshayi nalapho ithe yadlwengula usisi ongasaphiliyo.
Read MoreLatest Tech News
Abahlali base Bathenjini bothuswe ngumhlola awenziwe yindoda engumalusi wempahla kwilali yaku Mantshayi nalapho ithe yadlwengula usisi ongasaphiliyo.
Read MoreIndawo yaseAmathole ibhengezwe njenge ntlekele (disaster area) kwiveki ephelileyo emva kwemvula ezinkulu ezinethe ekupheleni kuka Disemba uphumela kule nyanga imiyo zaze zatshabalalisa amakhaya abalekayo zashiya abantu bengenanto kwindawo ezifana noMnquma, Mahlathi, Raymond Mhlaba naseNgqushwa.
Read MoreIzikolo ezahlukeneyo kwilali zaseMbhashe kuquka nezo zisezilokishini zifumene inyhweba yokutyelelwa zinkokheli zaseburhulumente ngaphantsi kwenkqubo eyaziwa njenge Back to school campaign.
Read MoreUMasipala waseDrakenstein uqalise ixesha loxolelo, enika abanini-zindlu ithuba lokumisela iinkqubo zamandla angamanye ezingagunyaziswanga, ezifana neepaneli zesola kunye neebhatiri ezigcinwayo, ngaphandle kwezohlwayo.
Read MoreUrhulumente uyalele ukuba “anyuse ngokuthe ngcembe” isibonelelo kunye nengeniso, kwaye avumele izicelo ezenziwa ngumntu
Read MoreUmasipala waseMnquma eGcuwa ukwiphulo lokuqinisekisa ukuba abo bathengesa utywala ezilokishini kunye nasezilalini ngabo banempepha mvume zokwenza oko kwaye balandela umthetho.
Read More30 EyoMqungu (Jan) 2025 – 12 EyoMbumba (Feb) 2025 Intatheli: Yonela Mpaka Isikolo esibizwa Arts Academy nesizinze kwidolophu yase Ngcobo
Read MoreIsikolo sase Nyanga phantsi kwedolophu yase Ngcobo sithe sanomfundi ophumelele ngokugqithisileyo kwizifundo zakhe zebanga leshumi.
Read MoreUMphathiswa wesebe loLawulo ngeNtsbenziswano neMicimbi yeMveli kuzwelonke (Cogta) uVelenkosini Hlabisa unikezele ngeenkomo ezimbini kwiKumkani yesizwe sabaThembu uBuyelekhaya Zwelibanzi Dalindyebo kutsha nje.
Read MoreWamnkelwe ngezandla ezishushu ozakuthi atsale intambo kwisikhululo samapolisa eNgcobo phantsi komasipala i Dr AB Xuma. Olulwamnkelo luka Colonel Msongelwa lwenziwe kwindlu yebhunga lika masipala.
Read More