Ukubiwa kwemfuyo kwenza ubomi bamafama asezilokishini bubenzima
“Kwiminyaka embalwa edluleyo, ndilahlekelwe ziihagu zam ezisithoba kwezili-15. Ukubiwa kwezilwanyana apha kuxhaphakile, yaye xa imfuyo yakho ibiwe, akukho maninzi amathuba okuba ungaze uphinde uzifumane,” utsho uLwazi Evans, umfama oselula wasePhilippi.
Read More