News
Latest Tech News
Phantse kumashumi amabini eminyaka emva koko, isikhululo samapolisa siza kuvulwa kungekudala
Ngeli xesha uluntu lufumana iinkonzo zokulinda iiyure ezingama-24 kunye neyunithi ehambayo.
Read MoreAbemi boMzantsi Afrika baphila ixesha elide, ikakhulu ngenxa yonyango lwe-HIV
Amayeza ee-antiretroviral abe yimpumelelo, kodwa umsebenzi ongakumbi uyafuneka ukuze kufikelelwe usukelo lweZizwe Ezimanyeneyo UMzantsi Afrika uneenkqubo ezithile ezilawulwa ngurhulumente ezisebenza
Read MoreIzinga lokubulawa kwamadoda liphambili kwimpilo yesizwe, bathi abaphandi
Uphando lweMedical Research Council lujonge ukuba kutheni na umyinge wamashumi asibhozo anesixhenxe ekhulwini (87%) abantu ababulawa eMzantsi Afrika bengamadoda
Read MoreAmakhulu-khulu amabhinqa angabasebenzi basezifama aqhankqalaza esiya kwisikhululo samapolisa
Phakathi kwamabango kukuba amapolisa aseCape Winelands aqeqeshwe ngendlela yokusingatha ngokufanelekileyo amatyala e-GBV
Read MoreZiyaphuculwa iinkonzo zombane eNgqushwa
Usodolophu womasipala waseNgqushwa uSanga Maneli uqhubela phambili nokuzisa inkonzo zombane kwilali ezingaphantsi kwalo masipala.
Read MoreIsisigculela ilali i Zadungeni eNgcobo
Umasipala wase Dr Ab Xuma uthe waphehlelela ngokusesikweni iphulo lokuthi phantsi ngokuhlukumezwa komama kwakunye nabantwana kwilali yase Zadungeni Engcobo.
Read MoreAbaqhankqalazi bafuna isibhedlele esitsha eGugulethu
Abahlali abangaphaya kwekhulu abaphuma kwiilokishi ezininzi zaseKapa babambe umngcelele besiya kwindlu yowiso-mthetho eNtshona Koloni ngoLwesibini befuna ukwakhiwa kwesibhedlele esitsha eGugulethu.
Read More