Kubanjwe amapolisa ngezityholo zokunyobisa
Amapolisa amabini asebenzela ibutho leHawks abanjwe kwintseni yangoLwesine ngezityholo zokunyobisa umntu emnyanzelisa ukuba makawanike imali ekuma-R50,000.00 ukuze bona banyamalalise idokethi letyala lakhe, litsho liphelele emoyeni.
Read More