IZIBAZANA!
Ng:Ntsikelelo Jonga Lo, nguMama uMagibisela nobelizibazana likanyana wakhe uSaneliso. Simbona apha ngethuba lwemini yolwamkelo lukanyana wakhe, lwamkelo olo obeluququzelelwe libandla
Read MoreNg:Ntsikelelo Jonga Lo, nguMama uMagibisela nobelizibazana likanyana wakhe uSaneliso. Simbona apha ngethuba lwemini yolwamkelo lukanyana wakhe, lwamkelo olo obeluququzelelwe libandla
Read MoreNgu:Ntsikelelo Jonga Usapho lwakwaMagibisela eKraaifontein eBloekombos luzakube lubambe umsitho wokwamkela indodana yalo ebuya esuthwini nokubulela ukuba ibuye iphilile. Lo msitho
Read MoreAza kuvuselelwa amanqindi kwingingqi yaseMbhashe ngalo Mgqibelo siya kuye kwaye kulindeleke ukuba noqoqosho lwale ngingqi lufunquke njengoko kuza kubakhona nendwendwe
Read MoreNgu Anele Raziya Amaqela alishumi elinesithandathu (16) adlala kwi Eastern Cape Sasol league aphantsi phezulu elungiselela ukuqala kwesizini entsha ngaphambi kokuba kuphele
Read MoreLona ngu Owam madikane umdlali we Bhola ekhatywayo kwisi xeko esi mbaxa e Zwelitsha kwi dolophu yase Qonce, U Owam
Read MoreNgu:Ntsikelelo Jonga Kungoku nje ifikile i-Unjani Clinic esebenza kodwa ke yona njengeclinic yabucala, nalapho iza kuhlangabezana neezidingo zempilo ingakumbi kubantu
Read MoreBy Ntsikelelo Jonga. Her name is Willeeka Gasment from Blekombos, Kraaifontein. She’s at her young age has submitted her life
Read MoreKraaifontein/Bloekombos Le ndlela ixesha elide kakhulu ibiyingxaki ingakumbi kubanini bezithuthi nanjengoko iyindlela ekunyanzeleka ukuba kusetyenziswe yona xa ungena eBloekombos usuka
Read MoreBonke abanini-mihlaba eMzantsi Afrika kufuneka ngokusemthethweni bahlawule irhafu yepropathi esekelwe kuqingqo-maxabiso lweepropati zabo. Le nkqubo, egunyaziswe ngumthetho, isebenza kuzwelonke kwaye
Read MoreUrhulumente wephondo leMpuma Kapa ufake isixa-mali esikwi-R169 yezigidi kwiphulo lokuxhasa amashishini wabantu abatsha, i-Isiqalo Youth Fund. INkulumbuso yephondo uOscar Mabuyane
Read More