Idonki enomgada iluma abantu eNqanqarhu
Basamangazekile abantu baseNqanqarhu sisimanga sedonki enobundlobongela nehamba igrenya abantu.
Read MoreBasamangazekile abantu baseNqanqarhu sisimanga sedonki enobundlobongela nehamba igrenya abantu.
Read MoreBathandathu abantwana abathe babalekiselwa kwisibhedlele saseFrontier emva kokutya amashwam-shwam abathe bawathenga kwivenkile yabemi bangaphandle iDiscount Shop eKomani, phantsi komasipala waseEnoch Mgijima kutsha nje.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma uthe waqhuba iphulo lokungena kumashishini ase Dolophini ingakumbi lawo abizwa ispaza  ukuqinisekisa ukuba abathengisi kutya kudala.
Read MoreOsomashishini abasakhulayo kwingingqi yase Chris Hani phantsi komasipala iDr AB Xuma bathe banikezwa izixhobo zokusebenza kwakunye nemali kwabo baqhuba amashishini adibanisa nobuxhakaxhaka.
Read MoreUlutsha lakuGatyane kwaWadi 25 neendawo ezingqongileyo sokuze liphinde lusokolo xa linqwenela ukusindleka itumente yezemidlalo enemdilalo entlobo-ntlobo.Â
Read MoreUMphathiswa ojongene noPhuhliso lwamaphandle eMpuma Koloni, uNonceba Kontsiwe uqhubela phambili nephulo eliqinisekisa ukuba amafama asakhulayo ezilalini ayayifumana inkxaso ayidingayo.
Read MoreIkamva lolutsha likwezemidlalo kunye nasesikolweni kwaye lonto idinga ubethelelwa kwabo basakhulayo ingakumbi abo bahlala kwindawo ezisemaphandleni.
Read MoreIlizwe lo Mzantsi Afrika linqabele ngaphaya kweentsuku ezingamakhulu amabini (200 days) ngaphandle kokuphazamiseka ngucimi-cimi wombane (loadshedding) kwaye lonto iyabachulumancisa abemi beli.
Read MoreBonke oomasipala kuquka nezithili zabo eMpuma Koloni babile bamaxhaphetshu begqibezelela amalungiselelo wokuvulwa kwesizini yolwaluko ngokusesikweni ngalo lwesihlanu siya kuye.
Read MoreKutshanje, eminye imiyalezo ibijikeleza, ibanga ukuba nayiphi na imveliso engenabhakhowudi eqala ngo “600” ayiyonyani okanye ayikho mthethweni. Oku bubuxoki ngokupheleleyo kwaye kunokubabhida abathengi. Nantsi inyani:
Read More