Bathi kungcono emjiva kunangaphandle abatyholwa ngokubulala inkondekazi
Amatyendyana amabini ebevele kwinkundla kaMantyi kwidolophu yaseMaxesibeni kwiphondo leMpuma Kapa kule veki sisuka kuyo, adize okokuba akayifuni ibheyile kungcono ahlale apho ngaphakathi kuba oyikisela ubomi bawo.
Read More