Umasipala wase Amathole usajongene nengxaki
Umasipala wesithili saseAmathole usajongene nomceli mngeni wokusilela ukuhambisa amanzi acocecikileyo nokugqambuka kwemiimbombo ehambisa ilindle kwindawo ezifana neDutywa eMbhashe.
Read MoreUmasipala wesithili saseAmathole usajongene nomceli mngeni wokusilela ukuhambisa amanzi acocecikileyo nokugqambuka kwemiimbombo ehambisa ilindle kwindawo ezifana neDutywa eMbhashe.
Read MoreIcandelo lika IPID (Indepent Police Investigate directorate) belityelele kumasipala wase Dr Ab Xuma lizokubamba iMbizo. Amapolisa asuka kwindawo ngendawo amasebe karhulumente kwakunye nabahlali bakuthakazelele kakhulu oku kuba ithuba lokubuza imibuzo belivuliwe.
Read MoreUmbutho we United Democratic Movement (UDM) ngamafutshane ububambe umsitho wokubhiyozela iminyaka engamashumi amabini anantandathu wasekwayo. Oku kuqhube kwidolophu yase Mtata kwibala lezemidlalo.
Read MoreUmasipala wase Ntsikayethu ubhiyozele usuku lwamafa nenkcubeko (heritage ke ukutsho kwindawo yase Qhumanco kwa Jumba. Oku kwenziwe ukubonakalisa ukubaluleka kwalenyanga abantu bezingca ngobuxhosa babo. Abantu belali bakuthakazelele kakhulu oku kuquka neNkosi zakwaJumba zonke. Wonke umntu ebenxibe isinxibo sakwa Xhosa.
Read MoreIKumkani yamaXhosa jikelele, uAhlangene Vulikhaya Sigcawu uthe iinkosi zeli zinexaduva lokuncedisana norhulumente ukulwa into yokuphathwa gadalala kwamanina (Gender based violence) emakhaya.
Read MoreIngxelo kaGqirha imchaze njengophile qete uSesam Isipho Gcolotela oneminyaka emihlanu ubudala, obexhwilwe yindoda ekukrokreleke ukuba mgummi wangaphandle.
Read MoreAbahlali belali yakwaMachibi kwaWadi 4 eNgqushwa banike umasipala wabo nomasipala waseAmathole uxanduva lokuba baqwalasele ungagqityezelwa ukwakhiwa kwezindlu zangasese kwindawo yabo, intswela ngqesho ekuhlaleni, ungabikho kombane kwindawo ezithile ekuhlaleni nokunqongophala kwamanzi.
Read MoreOwayesakuba yimbethi manqindi, uWelcome Ncitha onguMongaweli weSouth African Boxing Federation eMpuma Koloni, uchulumancile kubona umngangatho obuphezulu weembethi ebezisilwa kwitumente yamanqindi ebisindlekwe eMnquma ngemini yamafa namagugi wesizwe (heritage day).
Read MoreKuthiwa iziganeko zakutshanje ezinxulmene notywala zibonakala ziyibeka kwi meko esegedukeni imeko yokuthengiswa kotywala kweli lo Mzantsi Afrika.
Read MoreInjongo zale nkqubo kunika abahlali ithuba lokuba baphakamise imicelimngeni abajongene nayo ekuhlaleni kwaye bacebise norhulumente malunga nezinto abazidingayo ukuze kuphucuke impilo zabo.
Read More