Amavolontiya aseKhayelitsha asonga imikhono ecoca inkunkuma engaqokelelwanga
Abahlali bathi unokontraka uyekile ukucoca kwisithuba seenyanga ezimbini ezidlulileyo ngenxa yengxabano neSixeko.
Read MoreAbahlali bathi unokontraka uyekile ukucoca kwisithuba seenyanga ezimbini ezidlulileyo ngenxa yengxabano neSixeko.
Read MoreAmaziko wezemfundo afunda abantwana ngaphambi kokuba bangene esikolweni, iiPre-Schools (Early Childhood Development Centres) ezingaphantsi komasipala i-Amahlathi, axhamle kwinkqubo yokunikezelwa kwamatanki wamanzi.
Read MoreBekubanjwe umsitho weNkciyo kwindawo yase Nkondlo phantsi komasipala wase Dr AB Xuma. Inkciyo kukuhlolwa kwamantombazana asagcine ubuntombi babo. Bekuphume amatshitshi endawo ezahlukeneyo ezokuqhayisa ngobuntombi babo.
Read MoreBafuna iqhosha elingenamthunja ooSibonda.Ngomhla we-17 kwinyanga yeKhala ooSibonda bakwidolophu yaseLusikisiki babebambe umngcelele besingise kwi-ofisi zalo masipala ngeliyokufuna impendulo malunga nezikhalazo ababezithume uSodolophu uNonkosi Pepping ukuba azinikezele uSekela Mongameli uPaul Mashatile xeshikweni ebetyelele ummandla wamaMpondo kwinyanga ephelileyo.
Read MoreAbafana abaphantsi kombutho owaziwa ngokuba yi “Ngabethu Nathi” ne kuthiwa uneenjongo ezintle ngekamva labantwana, bamemelela okokuba isibonelelo sabantwana masihlawulwe kubo.
Read MoreIsikolo sase Thorha kwidolophu yase Ngcobo sithe saphuma phambili kukhuphiswano lwe Coding ne Robhothi nebibanjelwe kwidolophu yase Cofimvaba.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma uthe wayokuphethula isoyi kwindawo ekuzakuthi kokhiwe kuyo izindlu zabantu belali yase Chibini.
Read MoreUmfana osaze ngobuso ezweni u Zama Sandile nozalwa kwilali yase Mnyolo eNgcobo uthe wanikeza nge wheelchair kwakunye ne Napkins kusapho lakwa Sonyoka kwinkwenkwana engakwazi ukuzenzelanto nengakwazi ukuthetha neyathi yonzakala ngethuba yayizalwa. U
Read MoreUMasipala waseMnquma eMpuma Koloni, umemelele kulutsha lwaseGcuwa, Ngqamakhwe nakuCentane ukuba lizikwebule kwizenzo zolwaphulo mthetho nokusebenzisa iziyobisi.
Read More