Author: Dizindaba
‘Ixesha lezenzo ezikhubekisayo ezisekelwe kugqatso’ liphelile’ – USodolophu weSigqeba kuMasipala waseDrakenstein
Kunyaka ozayo uMzantsi Afrika uza kubhiyozela iminyaka engama-30 yedemokhrasi. Ngokuqinisekileyo ayisadingi imithetho ekhubekisayo nephelelwe lixesha, izabelo, kunye neenkqubo zokuhlela ukuze isebenze ngokufanelekileyo nangobuchule.
Read MoreImpompo enye kwiintsapho ezili-1,000. Kwaye yomile iminyaka esixhenxe
Itephu ekukuphela kwayo yoma kwiminyaka esixhenxe eyadlulayo kwilali yaseNgcisininde Komkhulu eNgqamakhwe, malunga neekhilomitha ezingamashumi amathathu anesihlanu ukusuka eGcuwa eMpuma Koloni.
Read MoreI-Equal Education, i-SADTU iyasilela kumngeni wezemfundo eNtshona Koloni
I-Equal Education (EE) kunye ne-South African Democratic Teachers Union (SADTU), aziphumelelanga kwiinzame zazo zokubhukuqa amacandelo oMthetho oLungisiweyo weMfundo weZikolo zePhondo leNtshona Koloni.
Read MoreUmzukulwana ubulele oomakhulu
Uluntu lwase Mpuma Koloni lothuswe ngumhlola wokubulawa oomakhulu ngumzukulwana onama 28 eminyaka nekukrokrelwa okokuba ubephantsi kwee mpembelelo zeziyobisi.
Read MoreUluntu kuthiwa ludidekile ngemo yombane
Xa kanye abemi boMzantsi Afrika bebesandula kuvakalisa izimvo zabo ngento entle yemeko yombane ezanywa ukuphuculwa ngu Rhulumente, ngoku bavakalisa ukudideka xa kuphindwa kubuyelwe koo Stage 3 no 4.
Read MoreAyaveliswa amathuba okuxhotyiswa kolutsha ngoshishino
Ulutsha lwaseMnquma eGcuwa libonakala linekamva eliqaqambileyo kwicala lokusungula iinkampani okanye ookopolotyeni abavelisa izinto ezahlukeneyo ekuhlaleni.
Read More