Ulutsha olusebenzisa iziyobisi lufumana unyango
Umceli mngeni wokusetyenziswa kweziyobisi unwenwa okomlilo wedobo kwilizwe jikelele.Lidungamzi eliqhekeza amakhaya, lalumla abantwana konini lwazisa uloyiko nonxunguphalo ekuhlaleni.
Read MoreUmceli mngeni wokusetyenziswa kweziyobisi unwenwa okomlilo wedobo kwilizwe jikelele.Lidungamzi eliqhekeza amakhaya, lalumla abantwana konini lwazisa uloyiko nonxunguphalo ekuhlaleni.
Read MoreUceba weANC kwaWadi 2 eMbhashe, uMzikayise Saki (45) uzakubekwa kwikhaya lakhe lokugqibela kwindawo yaseNgxakaxha eMantandeni eDutywa ngalo Mgqibelo.Â
Read MoreAmapolisa angabaphandi aseCofimvana ahlabe ikhwelo kuluntu jikelele ukuba luwancedise kwinzame zokukhangela indoda eneminyaka engamashumi amathathu anesixhenxe ubudala.
Read MoreUmasipala wase Dr AB Xuma uthe waxhasa amafama ngegusha zoboya ngenjongo zokuba bakhulise ushishino lwabo.
Read MoreUnokontraka werenki yaseXhora uxabene nomasipala waseMbhashe iminyaka esibhozo.
Oonoteksi eXhora ngaseMthatha bafuna ukuba umasipala waseMbhashe agqibezele irenki yabo exabisa izigidi zeerandi.
Abantwana abathandathu bathe bashiywa ziinkedama emva kokuba umama wabo kunye neqabane lakhe besweleke kumlilo wetyotyombe ngempelaveki.
Read MoreAbantu abathathu, kuquka intwazana eneminyaka emi-6 ubudala, babhubhe kumlilo wamatyotyombe ePhola Park, ePhilippi East, ngobusuku bangeCawe.
Read MoreIvulwe ngokusesikweni iGaraji ebizwa uSasol emva kwexesha elide ingasasebenzi. Legaraji yathi yavalwa ngelaxesha bekusaqhuba iCovid 19
Read More