Kufuniswa ngababulele abantu abane kuGatyane
Kwilali yakuMente kuGatyane kubulewe usibonda welali kunye nabantakwabo abathathu. Kuvakala ukuba usibonda lo kunye nabantakwabo bebehamba ngemoto eluhlobo lwe-Toyota Cross besingise edolophini.
Read MoreKwilali yakuMente kuGatyane kubulewe usibonda welali kunye nabantakwabo abathathu. Kuvakala ukuba usibonda lo kunye nabantakwabo bebehamba ngemoto eluhlobo lwe-Toyota Cross besingise edolophini.
Read MoreIqumrhu iAlfred Nzo District Initiation Forum ikugxeka kabukhali ukoluswa kwabantwana abangekafikeleli kwixabiso lokuba bangaya esuthwini.
Read MoreAmapolisa kwiphulo lawo lokucoca izitalato ngelilungiselela iiholide zehlobo athe andwendwela indawo yaseXhorha nalapho afumene imfumba yeziyobisi eziluhlobo lwe-Crystal Methamphenthamine kunye neepilisi zeMandrax Boss.
Read MoreUmsasazi wenkqubo yeZokholo kwisikhululo esiphantsi kwe-SABC, uMhlobo Wenene, uMfundisi uNomonde Vakalisa usweleke kuLwesithathu weveki ephelileyo, emva kwengulo ende.
Read MoreKuthiwa umhlolokazi wonotekisi nowathi wabaleka isiko lokungenwa eMampondweni ude wagoba uphondo wavuma ukungenwa ngumntakwabo myeni wakhe.
Read MoreNjengoko ihlabathi liqwalasela uSuku lwaMazwe ngaMazwe lwaBantu abaKhubazekileyo (IDPD), uMasipala wesiThili saseCape Winelands (CWDM) ubonakalisa ukuzinikela kwakhe okungagungqiyo ekukhuthazeni ubandakanyo nofikelelo jikelele kumntu wonke.Â
Read MoreSidinga ixesha elingakumbi lokuhlomla ngalo mthetho uyilwayo, nonokuthi uguqule ubomi bezigidi
Read MoreUmasipala waseDrakenstein ufezekise inqanaba elincomekayo, ngokufumana uluvo lwakhe lweshumi olungenaziphene kuMphicothi-zincwadi Jikelele woMzantsi Afrika ukususela ngo-2011
Read MoreIndoda eneminyaka engama-42 ubudala ivelile kwinkundla kamantyi yasePaarl izolo, ijongene nezityholo phantsi koMthetho weMililo yamaHlathi namaHlathi malunga nomlilo otshabalalisayo othe watshabalalisa intaba yasePaarl ngempelaveki.
Read MoreEPaarl, eNtshona Koloni, nge-25 Novemba 2024 – KC107.7 Isikhululo sikanomathotholo soLuntu sibhiyozele isiganeko esibalulekileyo kuhambo lwaso olusingise kuzinzo.
Read More