Kuqengqeleka iiveki bengekafunyanwa abantwana abane
Kuqengqeleka iiveki kungekevakali nomkhondo wabantwana abane abalahleka kwilali yaseMadamini eNtabankulu. Aba bantwana balahleka ngomhla we-10 Novemba 2024 ngenstimbi yeshumi elinanye.
Read MoreKuqengqeleka iiveki kungekevakali nomkhondo wabantwana abane abalahleka kwilali yaseMadamini eNtabankulu. Aba bantwana balahleka ngomhla we-10 Novemba 2024 ngenstimbi yeshumi elinanye.
Read MoreUkurhweba ngolwaluko, ukunikwa kwabakhwetha amanzi,nokuvinjwa kwamayeza ezigulo ezinganyangekiyo (Chronic medication) kuphakathi koonozala bokusweleka kwabakhwetha abasibhozo kwiphondo leMpuma Kapa ukusukela ukuqala kolwaluko lwasehlotyeni kwinyanga ephelileyo.
Read MoreU-Inathi Kwezi (20) yintambazana eyinzalelwana yaseXhorha,ekwangumfundi wonyaka wokugqibela kwizifundo zamahlathi (Diploma in Forestry) kwikholeji iFort Cox.
Read MoreAbaqhubi bezithuthi abangayihloniphiyo imithetho yeezendlela yeli bazakugangagana neembila zithutha eMnquma ngeezintsuku zeholide zika disemba.
Read MoreOmama nolutsha kuquka otata bebebambe imatshi ejolise kumasipala iDr AB Xuma ethi phantsi ngokuhlukumezwa komama nabantwana phantsi kwentsuku ezilishumi elinesithandathu ezibekiweyo nezilwa nokuphathwa gadalala kwabo.
Read MoreIzikolo zabantwana abancinci zithe zanikezwa izixhobo zokusebenza ngumasipala iNtsikayethu phantsi kwedolophu yase Cofimvaba. Ezizikolo zezo zibizwa ipreschool apho abantwana baqala ukufunda khona ukubhala.
Read MoreOsomashishini abasakhulayo bomasipala iDr AB Xuma bathe baxhamla kwisibonelelo esithe sakhutshwa yi Siqalo Youth fund phantsi kwe ofisi yeNkulumbuso yePhondo Le Mpuma koloni.
Read More