URHULUMENTEUZOXHASA ULUTSHAOLUKWEZOSHISHINO
Urhulumente wephondo leMpuma Kapa ufake isixa-mali esikwi-R169 yezigidi kwiphulo lokuxhasa amashishini wabantu abatsha, i-Isiqalo Youth Fund. INkulumbuso yephondo uOscar Mabuyane
Read MoreUrhulumente wephondo leMpuma Kapa ufake isixa-mali esikwi-R169 yezigidi kwiphulo lokuxhasa amashishini wabantu abatsha, i-Isiqalo Youth Fund. INkulumbuso yephondo uOscar Mabuyane
Read MoreUmasipala wesithili i-Amathole ukhangele icebo lokhawulelana nemimbombo ehambisa amanzi engqambukileyo kwindawo ezifana naseMnquma, Ngqushwa, Raymond Mhlaba kunye naseGreat Kei. Kwiveki
Read MoreUSodolophu woMasipala waseNgqushwa, uSanga Maneli uncome amafana angaphantsi kwalo masipala malunga nendima ebalulekileyo ayidlalayo ekuncediseni ukhulisa uqoqosho ekuhlaleni kunye nokugxotha
Read MoreAmafama emfuyo awekhala isijwili ngenxa yokutsha kwamadlelo nokwabangela ezinye igusha zife athe abuyekwe.
Read MoreAmafama emfuyo awekhala isijwili ngenxa yokutsha kwamadlelo, nto leyo ebangele ukuba ezinye igusha zife, athe abuyekwe. La mafama azinze kwilali
Read MoreUmbutho wamafama eMbhashe, iMbhashe Farmer’s Association ukholelwa kwelokuba ukuveliswa kombona ngobuninzi bawo kungaza neeguqu eziphucukileyo kuqoqosho lwasekuhlaleni kwaye kunciphise namathuba wendlala emakhaya.
Read MoreUMphathiswa ojongene noPhuhliso lwamaphandle eMpuma Koloni, uNonceba Kontsiwe uqhubela phambili nephulo eliqinisekisa ukuba amafama asakhulayo ezilalini ayayifumana inkxaso ayidingayo.
Read More24 EyeDwarha (Oct) 2024 – 07 EyeNkanga (Nov) 2024 Anele Raziya Umasipala wasithili seAmathole ucela intsebenziswano phakathi kwakhe kunye nabahlali
Read MoreAmafama aseNgqamakwe eMnquma kulindeleke ukuba akhe afumane ukuphumla kwicala lokuthi gqolo ethenga amayeza emfuyo elungiselela iigusha, iibhokhwe kunye neenkomo zawo.
Read MoreAmafama omasipala i-Dr AB Xuma athe axhotyiswa  banzi ngendlela zokugcina uboya busemgangathweni. Oku kuqhube emva kokuba umasipala lona ethe gqolo ukunikeza lamafama igusha zoboya.
Read More