Umlilo ubulele abantu ababini eMqanduli
Umlilo wamadlelo otshise imizi yabantu ubulele iNkosikazi enama-52 eminyaka nomakhelwane wayo onama-30 ubudala, kwiveki ephelileyo, eMqanduli.
Read MoreUmlilo wamadlelo otshise imizi yabantu ubulele iNkosikazi enama-52 eminyaka nomakhelwane wayo onama-30 ubudala, kwiveki ephelileyo, eMqanduli.
Read MoreIcandelo lakwa Liqueur board belityelele kumasipala iDr AB Xuma lizokuxhobisa abafundi ngengozi zokusebenzisa utywala.
Read MoreAbahlali belali yaseBhongweni eNgqushwa sokuze baphinde badinge indawo yokubambela intlanganiso zabo kunye neemisitho ekwizinga eliphezulu emva kokuba kuye kwangenelela umasipala wabo kule micelimngeni yabo.
Read Moremadangatye omlilo ekukrokrelwa ukuba yimililo yamadlelo itshabalalise izakhiwo ezibini nempahla zabasebenzi kwizibhedlele zephondo leMpuma Kapa ngoMgqibelo weveki esisuka kuyo.
Read MoreUMongameli Cyril Ramaphosa ugunyazise i-SIU (Special Investigative Unit) ukuba iqhube uphando lwezenzo zobuqhophololo kwinkonzo yokunikezela ngamanzi kwisithili i-O.R Tambo.
Read MoreIsikhululo sosasazo sasekuhlaleni iUnitra Comminity Radio (UCR) FM sincumise sonwabisa abantu abadala nabaphila nezinye iimeko kwiziko i-Empilweni eMthatha kwiveki ephelileyo.
Read MoreUmasipala wase Emalahleni kwidolophu yase Ladyfrere uthe wabhiyozela usuku lokuzalwa kuka tata u Nelson Mandela phantsi komxholo othi makuliwe indlala kubuyiswe ubunye.
Read MoreOoceba baseMnquma eGcuwa bekhokelwa nguSodolophu uTunyiswa Manxila-Nkamisa bachithe usuku lokubhiyozela ukuzalwa kwalo wayesakuba nguMongameli weli uTata uNelson Rholihlahla Mandela ngokucoca ikhaya elingcina abantu abadala iCingela Old Age Home.
Read MoreAbahlali bamatyotyombe aseSihlanu naseMabophe eNyanga baqhubele phambili ngemibhiyozo njengoko iCandelo lezaMandla leSixeko liqhagamshele ngempumelelo amakhaya aliqela kwiziko lombane.
Read MoreI-IEC (Independent Electoral Commission) eMpuma Kapa ivakalise inkxalabo emva kokuvalwa kwezikhululo zovoto ngenxa yoqhankqalazo loonotekisi eMthatha ngoMvulo.
Read More