Utyholwa ngokutsotsa ihotele isigidi serandi
10 EyeDwarha (Oct) 2024 – 23 EyeDwarha (Oct) 2024 Monwabisi Khininda IHotele yaseTsomo yazibona iphulukana nemali yeshishini eqikelelwa kwimali engange-R1.2
Read More10 EyeDwarha (Oct) 2024 – 23 EyeDwarha (Oct) 2024 Monwabisi Khininda IHotele yaseTsomo yazibona iphulukana nemali yeshishini eqikelelwa kwimali engange-R1.2
Read MoreNgenjikalanga yangoLwesine oonqevu baye bamisa iveni emhlophe kufuphi nesitishi samapolisa saseSulenkama kuQumbu, baze bothula umlungukazi waseKapa kunye nomfazi waseChina bathi mabazibonele.
Read MoreUMkomishinala wamapolisa eMpuma Kapa  uLieutenant General Nomthetheli Mene uzigxeke kabukhali izenzo zokubulawa kwabantu abane ngokungenalusini kwilali yaseBityi eMthatha kwiveki ephelileyo.
Read MoreItitshalakazi igxothwe ngoko nangoko emva kokufunyaniswa inetyala lesincwaso ngakumfundi oneshumi elinesithathu leminyaka.
Read MoreINkundla yeNgingqi yaseMthatha ithe nkaa ngesigwebo sobomi izihlandlo ezibini isidlwengu esiphindaphindayo uGugu Honono. Esi sidlwengu sifunyenwe sinetyala kwizityholo ezithathu zokudlwengula nokuphanga.
Read MoreUMkomishala wamapolisa wephondo uLietenant General Nomthetheli Mene uthumele umyalezo oqatha kuluntu ukuba lohlukane nomkhuba wokuzidaphela kwizinto zabantu.
Read More26 EyoMsintsi (Sept) 2024 – 09 EyeDwarha (Oct) 2024 Monwabisi Khininda USihle Luthuli (27) nongunesi onamagxa kwisibhedlele iSt. Elizabeth eLusikisiki
Read MoreMasixole Bangiso (41) utyholwa ngokuzitaphela izikhuntyula zentlawulo yemali yengozi zendlela exabisa ama-R500,000 emveni kokuba wayefake isicelo somntu kwingxowa-mali kaRAF (Road Accident Fund). I
Read MoreKukrokreleka ukuba amathambo athe abhaqwa ekhukhuzwa zizinja kwindawo yaseMarhambeni eMthatha, kungenzeka kube ngawalowo kutyholwa ukuba wabulawa ngunyana wakhe wokugqibela.
Read MoreUMkomishinala wamapolisa ephondweni leMpuma Kapa uNjengele Nomthetheli Mene ulugxeke kabukhali uhlaselo lwakutsha nje lwepolisa eMandela Park eMthatha, ngentseni yangoMgqibelo
Read More