Ipolisa libanjelwe ukweba imfuyo
Ipolisa elineminyaka engama-40 neliyiSajini kwisikhululo samapolisa eTylden uGcobolwethu Kedama, ubanjwe ngezityholo zokweba imfuyo, ubuqhophololo kunye nokunyoba.
Read MoreIpolisa elineminyaka engama-40 neliyiSajini kwisikhululo samapolisa eTylden uGcobolwethu Kedama, ubanjwe ngezityholo zokweba imfuyo, ubuqhophololo kunye nokunyoba.
Read MoreUSiphosoxolo Myekethe (45) ujongene nezityholo zokubulala abantu abalishumi elinesibhozo eNgobozana, eLusikisiki.
Read MoreKungekapheli nenyanga kudutyulwe kwabulawa abantu abalishumi elinesibhozo eNgobozana eLusikisiki, kwiveki edluleyo kuphinde kwadutyulwa kwabulawa abantu abathandathu abangamalungu eCommunity Policing Forum ze abane balimala ngokumasikizi.
Read MoreNgomnyaka we-2018 kwathi kwahlaselwa kwaze kwabulawa amapolisa axelenga kwisikhululo saseNgcobo.
Read MoreUkuvezwa kweembuso, kumakhasi onxibelelwano, zamadoda amane abefunwa ngamapolisa mayela netyala lokubulawa kwabantu abalishumi elinesibhozo eNgobozana eLusikisiki kuwancedile amapolisa ukuze babanjwe bobane abasolwa.
Read Moremalungu e-NIU adubule abulala isibini esisolwa ngokuqokelela imali yokhuseleko (protection fee) kwilali yakuGaduka kwaNgcengane cebu kuhle kwidolophu yaseMthatha.Esi sibini sibhubhileyo siqikelelwa kwiminyaka engama 35.
Read MoreKusuku langoLwesithathu amapolisa ecandelo i-TRT (Tactical Response Team) aseMonti naseMdantsane achwechwe ayokutsho kwindawo yaseShoxa kwilali iMarikana kuQoboqobo, nalapho ebekhangela abatyholwa ngokubanemipu engekho mthethweni.
Read Moreya iqheleka into yokuzithemba koonqalintloko kweliphondo le Mpuma Kapa. Kwiveki ephelileyo amapolisa adubule imiguvela emibini yaya kwantsonganyawana, le miguvela ibiqokelela yentlawulo yokhuseleko (protrction fees) koosomashishini kwindawo yakuNgcingane kwingingqi yakuGaduka cebukuhle nedolophu yaseMthatha.
Read MoreUkukhula phantsi kwesandla sikatata yinto ezisa ulonwabo nakweyiphi na inkwenkwana, izive ikhuselekile ngandlela zonke.
Read MoreKusuku lwangoMgqibelo kudutyulwe kwabulawa abantu abalishumi elinesibhozo ngamadoda angaziwayo kwilali yaseNgobozana eLusiksiki.
Read More