ISEBE LEZEMFUNDOLINIKEZELE NGEEDESIKA EZINAMAVILI
Kwiinzame zokunciphisa uxinano kumagumbi okufundela kwizikolo zamabanga aphantsi, isebe lezeMfundo libambisene nenkampani yakwa-Old Mutual kunye neMiDesk Global. Lamaziko agqithise iidesika
Read MoreKwiinzame zokunciphisa uxinano kumagumbi okufundela kwizikolo zamabanga aphantsi, isebe lezeMfundo libambisene nenkampani yakwa-Old Mutual kunye neMiDesk Global. Lamaziko agqithise iidesika
Read MoreIthala leencwadi phantsi komasipala wase-Dr.A.B Xuma (Engcobo) libambisene noNal’ibali beliqhuba usuku lweWorld Read Aloud Day apho abafundi bezikolo ezahlukeneyo befundelwe ibali ngobekekileyo uSodolophu uSiyabulela Zangqa.
Read MoreKancinci kancinci ziyaphucuka iziphumo zebenga leshumi (grade 12) kwiphondo leMpuma Kapa.Kunyaka ka-2023 iziphumo zebanga leshumi beziku 81.4%, kanti ezika 2024 zibeku-84.9% ntoleyo echaza ukuba zenyuke ngomyinge ka-3.56%. Esi sisithembiso soMphathiswa welisebe uFundile Gade sokugcina umyinge ka-80% nangaphezulu kweli phondo.
Read MoreUmfundi ogqwesileyo kuzwelonke kwiziphumo zemviwo zeMatriki zonyaka ophelileyo uthi imeko embi akhulele kuyo ayikhange ibengumqobo kwimpumelelo yakhe koko imenze wazimisela nangakumbi.
Read MoreIzikolo ezahlukeneyo kwilali zaseMbhashe kuquka nezo zisezilokishini zifumene inyhweba yokutyelelwa zinkokheli zaseburhulumente ngaphantsi kwenkqubo eyaziwa njenge Back to school campaign.Â
Read More30 EyoMqungu (Jan) 2025 – 12 EyoMbumba (Feb) 2025 Intatheli: Yonela Mpaka Isikolo esibizwa Arts Academy nesizinze kwidolophu yase Ngcobo
Read MoreIsikolo sase Nyanga phantsi kwedolophu yase Ngcobo sithe sanomfundi ophumelele ngokugqithisileyo kwizifundo zakhe zebanga leshumi.
Read MoreKudutyulwe kwabulawa uPrincipal wesikolo saseKuthuleni Primary School esiseBloekombos eKraaifontein.Â
Read MoreIzikolo ezahlukeneyo kwilali zaseMbhashe, kuquka nezo zisezilokishini, zifumene inyhweba yokutyelelwa zinkokheli zaseburhulumente ngaphantsi kwenkqubo eyaziwa njenge Back to School Campaign.
Read More