UMampane uthi wayekhusela ubomi bakhe
Yintatheli yeKhwezi UMampane utyhilele inkundla ngokwenzeka ngaphambi kodubulo e-WSU. “Nantsi le nja inguMampane,khaba ucango singene.”La ngamazwi athi umrhanelwa kwityala lokudutyulwa
Read MoreYintatheli yeKhwezi UMampane utyhilele inkundla ngokwenzeka ngaphambi kodubulo e-WSU. “Nantsi le nja inguMampane,khaba ucango singene.”La ngamazwi athi umrhanelwa kwityala lokudutyulwa
Read MoreI-Drakenstein Citizens Academy entsha, eyasungulwa nguMasipala waseDrakenstein ekuqaleni kwalo nyaka, ibonelela ngolwazi olusebenzayo nezixhobo zokunceda oosomashishini basekuhlaleni kunye namalungu oluntu
Read MoreYintatheli yeKhweziAmapolisa aseMajola ePort St. Johns anqakule avalela umfundi oneminyaka engamashumi amabini ubudala, ofunda kwinqanaba leshumi elinanye (Grade 11), emva
Read MoreFISANTEKRAALNgu:Ntsikelelo Jonga Ibandla i-Tacc ibibambe umnyhadala wokhuphiswano lomculo obizwa ukuba luchwane (tradic music competition). Amaqela abe ekhuphisana ebemahlanu (5), kwaye
Read MoreNgu Anele Raziya Ibiyimincili nemivuyo kubantwana nabazali kwizikolo ezahlukeneyo kuCentane, nalapho umasipala waseMnquma ebebaphathele abafundi izipho ezifana nomakufanwe (school uniform),
Read MoreIsikolo samabanga aphakamileyo i Aurthur Mfebe kwindawo yase St Marks e Cofimvaba sithe sanikezwa izixhobo zokufunda. Oku kuqhutywe lisebe lezemfundo
Read MoreUMphathiswa wezeMfundo uLiziwe Gwarube umemelela okokuba iphuculwe imeko yezo zikolo zisebugcwayibeni nezithe zabona kusweleka abafundi abaninzi.Ikakhulu uMphathiswa ubulule ukuphuculwa kwezikolo
Read MoreKwiinzame zokunciphisa uxinano kumagumbi okufundela kwizikolo zamabanga aphantsi, isebe lezeMfundo libambisene nenkampani yakwa-Old Mutual kunye neMiDesk Global. Lamaziko agqithise iidesika
Read MoreIthala leencwadi phantsi komasipala wase-Dr.A.B Xuma (Engcobo) libambisene noNal’ibali beliqhuba usuku lweWorld Read Aloud Day apho abafundi bezikolo ezahlukeneyo befundelwe ibali ngobekekileyo uSodolophu uSiyabulela Zangqa.
Read MoreKancinci kancinci ziyaphucuka iziphumo zebenga leshumi (grade 12) kwiphondo leMpuma Kapa.Kunyaka ka-2023 iziphumo zebanga leshumi beziku 81.4%, kanti ezika 2024 zibeku-84.9% ntoleyo echaza ukuba zenyuke ngomyinge ka-3.56%. Esi sisithembiso soMphathiswa welisebe uFundile Gade sokugcina umyinge ka-80% nangaphezulu kweli phondo.
Read More