Endaweni yokuba baye esikolweni, aba bantwana kufuneka bafole ukuze bafumane amanzi
Ukulibaziseka kweminyaka emithandathu kwiprojekthi yamanzi kushiya abahlali baseKomani besomile
Read MoreUkulibaziseka kweminyaka emithandathu kwiprojekthi yamanzi kushiya abahlali baseKomani besomile
Read MoreIsebe lezeMfundo phantsi komasipala iChris Hani lithe labhiyozela iziphumo zabafundi bebanga leshumi nabathe beza no 83 pesenti. Le mibhiyozo iqale kwidolophu yase Cofimvaba ukuzoma eNgcobo imoto zingumngcelele.
Read MoreCOFIMVABA Isebe lezeMfundo phantsi koMasipala iChris Hani libhiyozele iziphumo zabafundi bebanga leshumi, abathe beza nepesenti engu-83%. Le mibhiyozo iqale kwidolophu
Read MoreBekumbejembeje kwisikolo saseNjiveni, eLibode kwiveki esisuka kuyo. Kwesi sikolo bekusenziwa into ebiqaleka ngqa, ukuwongwa kwamalungu e-SGB angamashumi amane, kuquka nabo balandulelayo eli limagad’ahlabayo.
Read MoreIzikolo zabantwana abancinci zithe zanikezwa izixhobo zokusebenza ngumasipala iNtsikayethu phantsi kwedolophu yase Cofimvaba. Ezizikolo zezo zibizwa ipreschool apho abantwana baqala ukufunda khona ukubhala.
Read MoreIsebe lezeMfundo eMpuma sele liqhuba nezicwagciso zalo zonyaka ozayo ulungiselela ukuba kungabikho magigxigigxi xa kufuneka kuqaliswe ukuhlolwa kwabantwana ezikolweni.
Read MoreAbafundi baseGcina Senior Prayimari KwaGcina, eCofimvaba bazikhulula kwindawo evulekileyo ngexesha lesikolo
Read MoreItitshalakazi igxothwe ngoko nangoko emva kokufunyaniswa inetyala lesincwaso ngakumfundi oneshumi elinesithathu leminyaka.
Read MoreUMphathiswa wesebe lezeMfundo eMpuma Kapa uFundile Gade uzakusivula ngokusesikweni isikolo samabanga aphantsi iPhathilizwe Junior Secondary School kwaSongwevu, kuGatyane.
Read MoreUMasipala waseMbhashe eDutywa usaqhuba nephulo lakhe lokudlala indima ephambili kwicala lokuphuhlisa uluntu ingakumbi kwindawo yaseMbhashe.
Read More