I-KC107.7 Itshintshela kuMbane weSola ngeNkxaso ye-RCS
EPaarl, eNtshona Koloni, nge-25 Novemba 2024 – KC107.7 Isikhululo sikanomathotholo soLuntu sibhiyozele isiganeko esibalulekileyo kuhambo lwaso olusingise kuzinzo.
Read MoreEPaarl, eNtshona Koloni, nge-25 Novemba 2024 – KC107.7 Isikhululo sikanomathotholo soLuntu sibhiyozele isiganeko esibalulekileyo kuhambo lwaso olusingise kuzinzo.
Read MoreKuvakala okokuba abemi beli lizwe neenzalwane bavutha “bhee” ngumsindo emva kokuba kubhaqwe abo babhalisa iiSpaza shops emagameni abo, kanti benzela abemi bamanye amazwe.
Read MoreI-Johannesburg, eMzantsi Afrika – Umbutho wabaShicileli abaZimeleyo (AIP) kunye ne-Google baye basebenzisana ukuseka iNgxowa-mali yoTshintsho lweNdaba zeDijithali (i-DNT Fund), inyathelo lokuqala lokuxhasa ukuzinza kunye nokuguqulwa kwedijithali kwezinto ezincinci, zendawo, nabapapashi beendaba abazimeleyo eMzantsi Afrika ngenkxaso-mali esekelwe kwiprojekthi ekujoliswe kuyo.
Read MoreIlanga lakusasa larhabula iintaba zasePaarl, likhazimlisa ubushushu kwizitrato ezinyakazelayo zaseMbekweni.
Read MoreIsebe lezeMfundo eMpuma sele liqhuba nezicwagciso zalo zonyaka ozayo ulungiselela ukuba kungabikho magigxigigxi xa kufuneka kuqaliswe ukuhlolwa kwabantwana ezikolweni.
Read MoreIsikhululo sezosasazo sasekuhlaleni, iAlfred Nzo Community Radio ezinze kwingingqi yaseAlfred Nzo eMpuma Koloni, ize noncumo kwiqela lebhola ekhatywayo labasetyhini ngempelaveki.
Read MoreUmbutho wamafama eMbhashe, iMbhashe Farmer’s Association ukholelwa kwelokuba ukuveliswa kombona ngobuninzi bawo kungaza neeguqu eziphucukileyo kuqoqosho lwasekuhlaleni kwaye kunciphise namathuba wendlala emakhaya.
Read MoreImbaleki yaseMpuma Koloni edumileyo nebalekela iqela iGijimas Athletic Club, uYanga Malusi uzakucela umngeni kwiimbalekile zaseKapa ngalo Mgqibelo siya kuye.
Read MoreI-South African Football Association (SAFA) ikhuthaza bonke abaqeqeshi abasakhulayo ukuba bafumane iincwadi zokuqeqesha ukuze bazokwazi ukuvelisa abadlali abagqibeleleyo.
Read MoreAmasebe karhulumente ebambisene namapolisa kunye nenkosi zijongene nokulwa ulwaphulomthetho olugqubayo kwilali yase Cobosi phantsi komasipala iDr AB Xuma.
Read More